Akwaba umama ebesaphila

  • Home
  • Akwaba umama ebesaphila

Akwaba umama ebesaphila Ngama Bali nje

09/03/2020

ICANELO 1

(kukwa Nozolile kuhleli uNozolile nomyeni wakhe umpinga)

Nozolile:yetata uyambona unosipho lo ukuba ukhulile umntuana wethu
Mpinga:(ephefumlela phezulu)eyi yitsho uphinda mfazi wm kwaye uwumilele umzi umntwana wethu nkosikazi.
Nozolile:ufuna ukuthin na yise kanosipho?angalunga emzin loo angamameliyo?
Mpinga:nxee nkosikaz klk incwaba lentombi lisemzini kwaye naye k*mele ende ukuze afunde ukuzimela yaqonda mfaz wm?
Nozolile:ndyakuva myen'wm kodwa njengokuba enga mameli enje lomntuana angavuma ukuya kwakhe oknye ukuyo kwenda?
Mpinga: yekela k*m nkosikaz ngeke ndizale umntuana abuye andohlule asize yenzeke lonto leyo ubophika noba andikho.
Nozolile:kulungile ketata noko ndyakuthemba kewena nyeni wam kwaye ndiyaz ukuba awungeke umlahlekise unosipho....(esatheth angene unosipho)
Nosipho:molo mama nw tata.
Bobabin:ewe mntuana wm.

Address

Bongweni

Telephone

+27734389151

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Akwaba umama ebesaphila posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

  • Want your business to be the top-listed Media Company?

Share