28/04/2024
Namhlanje ndizawthetha inyani ngongathi ndiyafa!! In fact noba ndingafa after that, it's fine.
This is my brother Unathi "Gxoks" Xokozela, ngu mntakaMama❤️. My brother was FALSELY accused of r**e in December 2018, by someone he shared a bed with, a girlfriend.
The first person he called to tell about this was me. Ndothuka ndabanda xa ubhuti wayendifownela esithi use Zwelitsha ecourt, ubanjiwe. When I went to visit him engaphakathi pha, ndambuza kwenzekeni.. He just cried. That broke me💔. But I had to be strong, for him❤️. Ubhuti wathi "ewe ndalala naye, but yayingeyo r**e. Savumelana. Qha undibambise kuba ekhweletela omnye."
I BELIEVED HIM INSTANTLY!!! Ndikhulela kuye ubhuti, waziwa ndim. Akangomntu unasbindi sawkwenzanto ingamfaka engxakini, ngak*mbi enepolisa phakathi.
UBhuti esaxoxa, he once sent me a please call. I called him. Athi ucela ndimphe imali, ndiqonde inoba uyifunela icourt kuba esiya the next day, but ndinga understand uba kutheni ngoku ezayicela ba uhleli eyinikwa ndim anyway.. Ndikhe ndisabele...athi ucinga uke ayicenge ngemali lentombi ike imkhulule kulento. Nam ke I was willing to do anything for my brother's freedom. Kodwa ndimxelele uba yena akazukwazi ukuya because of his bail conditions, athi uzocela abantu. Ibihleli iyi idea yabo kwale, qha bathi bayonqena uyomcengela ngezandla ingase bafike bephethe-nto! Xa ndimbuza inoba angamkela malini, wathi mhlawmbi iR2500, ndayeya kwamna. I made it R4000. Those were my savings kwi university allowances zam but ndaqonda it's fine. Aslong ezawbe eFree yena.
Kwaya abantu ababini baselalini eZinyoka, ndibakhwelisile bakhe bayosihlangula kulento basicelele uxolo. La R4000 babuya beyiphethe kuthwa wathi akazomkhulula ba noba umkhulule uzobuyela kwakulo caba ebemkhweletela, akazobuyela kuye.
Now, coming to saying he was "FALSELY accused", nditsho kuba lomntu umnye wambambisayo, 3 months after his sentencing wasikhangela (sasingamazi nomazi thina azange sambona) but wenza imeans zosibhuqa kwaba facebook