Imbedlenge ebomini

Imbedlenge ebomini Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Imbedlenge ebomini, Media, None, Cape Town Southern Suburbs.

12/07/2020

Continuing.

Sekengenile e Roomini u Zenzile

Endinako: Uyambona ke uthi akazibanga?
Ongeziwe : kwazi bani.Hai wethu masahambe Okuhle ndimtyisile watya walala
Endinako:Hai masambe ixesha lihambile sizophoswa nabutywala namadoda wethu anqabile ke kwakhona

Batsho behamba bebahle bamshiya uzenzile nomntwana..

12/07/2020

Insert 1 (monday)

U Ongeziwe(born in 2003 March 1)wakhula nzima wakhula ehlupheka lu khulu futhi wayenomnakwabo u Zenzile(born in 1999 June 26) owayeligintsa elidala no Okuhle(2008 Dec 12) owayemhle enamehlo amancinci ne ntsumpa ezingapheliyi.U Ongeziwe waye ngowesibini ku Nomalizo no Mzizukile apho ke bagqitywa imiphefumlo ngu Zenzile....

Ongeziwe:Endinako mhlobo andilali ngu Okuhle uyandifundekela ngabazali bakhe
Endinako:Yheyhake kanti akabazi ba batshaba bebulawa ngu mtakwabo oligintsa
Ongeziwe:kaloku kuba wayesemncinci ngoku umama ebhubha so waxokiselwa kwathiwa usezilalini..

Efika u Zenzile ephethe i phone ezingacacanga engena e hefuzela engxamile ukuye e Roomini ezivalela phaa..

Address

None
Cape Town Southern Suburbs

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Imbedlenge ebomini posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category