18/11/2025
Ndanenzani bazali bam
Insert 2
(Benzoqalisa imbiza zangokuhlwa ngoku kwazele lomfazi afike atye klk nguye u madam)
Lwethu:iza ndik ncedise mntase,yhaz iyandidika lento yenzwa ngu Makazi kuwe,wes ba akayenzi kakhulu xa ekhona utatakho
Mna:hay man mntase sumhoya myeke abenjeya
Lwethu:masidlule nyani apho,so u Lwazi?
Mna:utheni?
Lwethu:uyakuthanda,uzomvuma?
Mna:mdala njer sana
Lwethu:haybo akakuxelelanga ne age mfondini
(Khandimhoye kemna,like klk mna ndingulo ungazange wajola ngk xandizoqala ngomntu omdala kum,haysana,siye sagqiba upheka saphaka satya besizophinda siziphakele ebusuku,ndiye ndacela u Lwethu and logise ebene phone ke, ndiye nda log.a wabe u Lwazi endi sendele I friend request ndiye ndam accept ke sabe sesincokola sisazana kakuhle)
"Ulala njani omnye umntana engalelanga Lwam?sundiphambanisa ngoba uyandazi xasele ndiphambana yayaz ndine nkekqe"
(Vele ndayiqonda ngulo mfazi ungandifuniyo lowo ungxolayo ndixelele u Lwazi ba ndi busy ngk then ndafaka I phone phantsi komqamelo then ndayya kwela cala)
Man:molo ma
(Unditsho ngeyona mpama)
Mama:nyolo nyanya ntoni kuphi ukutya kwam gqiba undikhulule ezizihlangu,funeka ndithi ndivela emsebenzini ndivelo phangelela wena ndidiniwe ngoba iyafana ngathi ndim qha ophangelayo ngoba utatakho wayeka nofaka imali okanye abuye
(Ebenyanisile ke utata ebengasayifaki imali ngoba ebedikwe yilento yenzwa ngumama,ndenze yonke lanto ebeyithetha,ndahlamba izitya ndayolala no Lwethu)
(Beku Monday ke today sise sikolweni sikwi assembly sizo xelelwa ngo titshala omtsha we physics)
Nqununu:lona ke ngu Titshala omtsha ozaku fundisa I Physics kwa 12A ozoba nguye ne class teacher ka 12à kuba bekusando mnka owabo igama lakhe ker ngu Luthando Zamani ,ningakhululeka niye emagumbini enu
(Sihambile kee nyani ke ebeyi class teacher yethu ke u Luthando Zamani nangona ebebonakala emncinci njee sifundile kungekho ngxaki sabe siyabuya,sibuye ekhona utata phof akaxelelanga mntu kuba uyabuya)ndiye ndam accept ke sabe sesincokola sisazana kakuhle)
"Ulala njani omnye umntana engalelanga Lwam?sundiphambanisa ngoba uyandazi xasele ndiphambana yayaz ndine nkekqe"
(Vele ndayiqonda ngulo mfazi ungandifuniyo lowo ungxolayo ndixelele u Lwazi ba ndi busy ngk then ndafaka I phone phantsi komqamelo then ndayya kwela cala)
Man:molo ma
(Unditsho ngeyona mpama)
Mama:nyolo nyanya ntoni kuphi ukutya kwam gqiba undikhulule ezizihlangu,funeka ndithi ndivela emsebenzini ndivelo phangelela wena ndidiniwe ngoba iyafana ngathi ndim qha ophangelayo ngoba utatakho wayeka nofaka imali okanye abuye
(Ebenyanisile ke utata ebengasayifaki imali ngoba ebedikwe yilento yenzwa ngumama,ndenze yonke lanto ebeyithetha,ndahlamba izitya ndayolala no Lwethu)
(Beku Monday ke today sise sikolweni sikwi assembly sizo xelelwa ngo titshala omtsha we physics)
Nqununu:lona ke ngu Titshala omtsha ozaku fundisa I Physics kwa 12A ozoba nguye ne class teacher ka 12à kuba bekusando mnka owabo igama lakhe ker ngu Luthando Zamani ,ningakhululeka niye emagumbini enu
(Sihambile kee nyani ke ebeyi class teacher yethu ke u Luthando Zamani nangona ebebonakala emncinci njee sifundile kungekho ngxaki sabe siyabuya,sibuye ekhona utata phof akaxelelanga mntu kuba uyabuya)
Like and comment please 🥺🤌