Usizi Motivation writer ✍️ 🙏✍️

🎉 Just completed level 3 and I'm so excited to continue growing as a creator on Facebook!
02/08/2025

🎉 Just completed level 3 and I'm so excited to continue growing as a creator on Facebook!

02/08/2025

Hi everyone! 🌟 You can support me by sending Stars – they help me earn money to keep making content that you love.

Whenever you see the Stars icon, you can send me Stars.

02/08/2025
24/05/2025

Big shout out to my newest top fans! Vuyelwa Mbanga, Amanda Zonke Pambo Zonke

24/05/2025

Akhonto indivisa kabuhlungu ingathi yilanto yothi wena kuqala ujongene nezakho ingxaki ezikuxakileyo kugqibe kufike umntu azokubalisela okwakhe ade akhale uthole nawe ngk sekunzima noma uthini ugqibele soqucebisa yena kodwa ube uzazi ukuba nawe ufela ngaphakathi eyi Thixo abantu balimele apha phandle😭😭

17/04/2025

No Khaya the Mogel – I'm on a streak! I've been a top fan for 8 months in a row. 🎉

04/04/2025

Soyika nokuphawula kuba siphila kwilizwe ekwaziwa ukuba umntu ngumntu ngoske abenemali xongenamali alivakali ilizwi lakho noma ungehlelwa yintoni kuhoywe abantu abanezikhuntyu kodwa xakulixesha lokuvota kuzoboniswa abantu abangananto fike becengelwa ezikoneni kodwa namhlanje umthetho wehlulwa nje ukwenza okulungileyo ndandingayazi xakuthwa isitha somntu omnyama kohlala kungumntu omnyama kuba if bekungenjalo ngaba asikho lana, kodwa kogqibela ophezulu ongumdali wento zonke 😭😭silimele singabantu bomzantsi izikhalo zethu azihoywa kode kubenini.

21/03/2025

Ibalulekile kelanto yokufundisa umntwana indlela yokuphila futhi ungathi wena wafunda waphumelela kwaye uThixo wakunika umsebenzi lona wawufuna, ube sowubona leminye imisebenzi yabanye abantu abangekho kwizinga lakho njengezihluleki ufike xanikhuthaza abantwana nisithi xongafundi uzophela uyicleaner or cashier or security ayibalulekanga leyo into apha ebomini asenzeli status ukuba ubani yintoni ubani akayonto kuba not bonke abantu abakulamisebenzi abafundanga abanye ungothuka xabenokubonisa izinto abanazo into esingayo apha kukwazi ukuphila nokulwa nendlala 🥺❤️Kuba abanye abantu bayakwazi ufunda babe nezinto zonke kodwa umsebenzi ungafumaneki lento yokuloko sifundisa abantwana ngezitatus ukuba ubani enje kutheni kodwa lamntu abe ephila ubomi ezizamela kwaye lamali iwenza umohluko engahluphi mntu🥺 namhlanje kungako ulutsha luthi lakugqiba uqwesa ukufunda lubone andiwufumani umsebenzi endiwufundele lubuye luhlale phantsi Kuba liyazi kwathiwani ngalamntu owebenza shop or security or cleaner 🥺bagqibela namhlanje bengena kwiziyobisi kanti ukuba bekeyazi ukuba wonke umntu osebenzayo ubalulekile noma ngowuphi Nah umsebenzi ngabe bezicinga ezinye option babe belinde into ngenye into ayenzayo ekugqibeleni ubomi bebungekhe busibeke kwizinga elinye omnye akafikanga kulandawo akuyo ngokuthanda kwakhe masifunde uwuhlonipha umsebenzi noma unjani apha silwisana nendlala okucinci akufani nokungekho umsebenzi womnye umntu mawungabi yinto yohlekisa kuwe kuba wena ujonge status ukuba phangelaphi.

21/03/2025

Asikho isimo ezinzima ingathi kulapho uthola ukuthi sowukhathele kodwa Kube futhi kungekho umntu ozokuphumza kumele uthathe khona nokuba kunjani kuba okushiyekile kubheke wena awufani nomntu onobhuti no sis abantakwabo abahlezi bekhona kuye wena okwakho kohlukile kujonge wena kuphela 🥺❤️ungalahli themba ngane yakwethu awuwedwa kulesosimo futhi zibambe ziqine noma kunyukela sisonke kulomeko.

24/12/2024

Happy Christmas 🎄❤️😍to you all fam it was good year to some of us and difficult year to others but in all those things or situations we just want to thank God to make it happen until here and hopefully we'll enjoy wherever we are right now, I wish you all the best Christmas 🎄 😊 let's met next year, I love you all ❤️❤️

20/11/2024

Sesiloko sizomeleza nje kuba umthandazo uceda kodwa deep down entliziyweni sifile🥺♥️kwane depression isibambile kunemini vele ubone ukuba ukhona nje emhlabeni ngokwenyama kodwa umphefumlo wona ufile tu litshone futhi ilanga ungazi noma kubethwa abaphi ingcinga zakho ngobomi elaxesha aziboni nqubela phambili ngaske kucinywe yonke into ngalomzuzu kuphele 🥺😢umzimba udibane nomhlaba umphefumlo utsho uphumle, kodwa nokuba kunjani singayeki ukhuleka singavumi ukuzithathela imiphefumlo yethu kwizandla zethu 🥺♥️hlezi kuthi kanti ukukhanya kuseza ntonje kuselixesha lokuba zikhale.

Address

Cape Town

Telephone

+27648980504

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Usizi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Usizi:

Share