Ezolonwabo - Newz And Stuff.

Ezolonwabo - Newz And Stuff. Ezolonwabo - Newz and Stuff.Sikuphakela ezolonwabo Iindaba Jikelele nezinye ngolwimi lwesiXhosa

 UMboro nabanye ababili bazo buyela enkatolo this morning.Babekwe ityala lokuxhwila, Ukuba nompu ongenalayisenisi.Namhla...
16/08/2024



UMboro nabanye ababili bazo buyela enkatolo this morning.

Babekwe ityala lokuxhwila, Ukuba nompu ongenalayisenisi.Namhlanje sizalala sivile ukuba bazayifumana nha I bail.

 . .Owayesakuba ngumdlali weBackstage, uCarlo Radebe, ucela amalizo kwakhona.....Injalo Kanye. Nindive kakuhle, uCarlo, ...
14/08/2024

.
.

Owayesakuba ngumdlali weBackstage, uCarlo Radebe, ucela amalizo kwakhona.....Injalo Kanye. Nindive kakuhle, uCarlo, owayedlala indawo kaDuke ku-eTV Backstage, ngoku ucela amalizo kwakhona.

Khumbula ukuba wayehamba phambili kulo nyaka xa wayecela imali kunye nolunye umnikelo, ecaphula ukuhlwempuzeka kwaye ngoku uhlala kwigumbi elingasemva kwendlu. Baninzi abantu abamnikelayo ngoko sabona uDuma ka Ndlovu (uMvelisi oPhetheyo weMuvhango, Umkhokha, uSibongile nabakwaDlamini, njalo njalo), emnika umsebenzi.

UDuma ka Ndlovu unike uCarlo umsebenzi kwiDNA (Duma ka Ndlovu Academy) ngoAprili walo nyaka. Nangona kunjalo, uCarlo uthi akeva nto ngoNdlovu kwanaseAcademy kunye nalo lonke uncedo ebelunikwa abantu liphelile kuba abantu bacinge ukuba izinto zimhambela kakuhle.

BREAKING NEWS: Uswelekile umsasazi kanomathotholo nomabonakude nomseki weSABC Crown Gospel Music Awards uZanele Mbokazi....
12/08/2024

BREAKING NEWS: Uswelekile umsasazi kanomathotholo nomabonakude nomseki weSABC Crown Gospel Music Awards uZanele Mbokazi. Uye wasweleka ngentseni yangoMvulo kwisibhedlele iParklands. Umyeni wakhe, uBhishophu Nkambule, uqinisekise ngokusweleka kwakhe kwingxelo.

 Uvukile Kwabafileyo U Jack Mabaso.Uyabuya umdlali weqonga u Vusi Kunene  ebedlala ku House of Zwide lomdlali ubuyela ku...
30/07/2024



Uvukile Kwabafileyo U Jack Mabaso.

Uyabuya umdlali weqonga u Vusi Kunene ebedlala ku House of Zwide lomdlali ubuyela ku Generations The Legacy.ukuqala ngomhla ka 14 August uzakuvela,uzakuvuka kwabafileyo u Jack Mabaso.

 Usapho lwemvumi uLeslie Jonathan Mape nowaziwa ngo DaLes ukhiphe ingxelo echaza ukuba ubalekiselwe esibhedlela kuleveki...
29/07/2024



Usapho lwemvumi uLeslie Jonathan Mape nowaziwa ngo DaLes ukhiphe ingxelo echaza ukuba ubalekiselwe esibhedlela kuleveki iphelileyo ngolweHlanu.Kuchazwa ukuba ubanjwe sistroke,kodwa bathi noko uyalulama esibhedlele.

Bacela abalandeli babathandazise belikhaya xabejongene nalemeko.

Address

Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ezolonwabo - Newz And Stuff. posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share