Ingcebiso zobomi

Ingcebiso zobomi U are my sister
Im ur sister too
U are my brother
Im ur brother too
''We are family''

Masincedane ke!!

 have a wonderful weekend
10/11/2023

have a wonderful weekend

10/11/2023

Omnye uSisi watshayiswa yimoto.
wahlala 7 months esbhedlela😭 Kowabo bengayi noyombona💔 emana eyobonwa yiBoyfriend yakhe qha. 😪 Everyday nakhona bekunzima ngoba waye walker 🚶‍♂️ 26km engenamali yoqabela.

Kwathi ngalemin aphuma ngayo esbhedlela, Abaya noyomthatha kowabo. Wayothathwa yiBoyfriend yakhe nge moto ayqashileyo💔😭
Wahlala naye kowabo..

After 2 years zaphuma imali zika RAF.. Lo sisi wapha umntu wakhe I 1,2 Million washiyeka ne 2M.

Kowabo bayva lendaba😯 kuthe kusenjalo. Waske wehla loMama ebeybalisa lendaba eTaxin💔😭😪

04/11/2023

Hi molweni I'm new here to this house betuna I'm 32 yrs I'm living with my 3kids. I'm unemployed I'm leaving with the grant money which is not enough for us.I have a problem with my self I don't know what It is .no one seems to be interested in me or ndiplitwe noba ndihamba estratweni I'm alone ndihlal ndedwa imini ezi akhomtu undi khataleleyo undifunayo .ndi fane nduyikubutha efront kwam for isikstshana ndiohinde ndibuyele endlini .ingaba umna nditheni Dan bcz andiseli andi tshayi ,and in a boyfriend I'm a church Gower .ndiyibuthephi lento I'm starting not to like my self please help before its to late. Thanks

04/11/2023

Molweni ndingu sonwabise ndihlala apha emonti ndicela ufuniswa umsebenzi number yam 0604619163🙏

04/11/2023

Hy guyz ndiyabulisa ndicela indicebise ndimthin u tatomntana akafun okohlukana nam kodwa ayikho into ayenzayo apha ebomin bam

04/11/2023

Molweni bahlobo am 29 years ndithandana nobhuti ona 32 lobhuti sidibene ngo may dis yr all to find out ujola noomama abadala nabantwana ubhuti xa ndimbona ingati ngumntu othandu xhomekeka. Ubhuti uthi ufuna ukunditshata so uthi k*m ucela ndiboleke imali ebankin engange 35000 ayondihlawula ekhaya nge half enye andiyaz uthi uzokwenzan ngayo n ebeke wagoduka ndeva ingathi ebeyozeka njengoba ebegoduka n ubhuti ubusy zitshomi akanaxesha lam siyaphangela soy2 bt if uoff Nam ndibe ndikhona endindlin akalalindlin ubuya xa eziphangela ndicela ubuza ingaba uyandithanda xa esenza kanjeeUthi xa ethetha xa enditshatile ndizohlala kowabo nt kuledolopu siphangela kuyo n ufuna ndiyeke umsebenzi kuba efuna usheka yedwa Andaz noba ufuna ndingaboni ezinto azenzayo or plz help

04/11/2023

Molweni ndicela uncedo utata wasweleka indluyakhe ihlala onontlalontle bayenza I office xa ndisiya e court kuthwa mandize nengqina la kulotata utata akangomxhosa ngumsuthu wayeze ngempangelo apha no brother wakhe asiyazi I family yabo sabangcwabela apha nabo ndine I. D zabo ne dearth zabo andinaye umntu wakowabo ndincedeni bethuna

04/11/2023

Sanibonani ubhuti endijola unomfaze and
Uthi umfaziwakhe uzaliswe ngamanye amadoda abantwa ababini and uhlala nabo emzinakhe abantwana uthi imzalisa lendoda ngokusetshadile abantwana babini and uyayazi
Uthi umfazakhe wavidolayzwa ehlathini ngumntu othile owasenda ivido akazitsho igamalakhe
Kengoku lobhuti uthi ufuna bohlukane kulo December
Lobhuti ufuna ukundizeka ngoba andazi nobandiye nobandale

04/11/2023

Hi igama ndingu Phelo ndihlala e George ndicela uncedo 💔 😭 Kunzima k*m Oko ndashiywa ngumama andonwabanga emphefumlweni ndenziwa slave k*makaz wam wandiyekisa isikolo lomfazi ngeba ndiyabaleka qha andinabani ndililo yhuu ndifuna ubuyela.eskolwen. Ndinamaxesha ndivinjwa nokutya. Kudala ndizama ufaka CV ndifuna njee nzophangela ndizozimela ngoba iminyaka ihambile💔😭

Address

Cape Town
5200

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ingcebiso zobomi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share