25/04/2025
Ndonele bubomi
Insert 79
(Yila mini yomcimbi ke today,lamini babuya o Luhle bachaza ba baphi baphinda bamnka hay andinabhongo labo shame,hayke shame besivana kancinci no Nosipho,u Aya nomyeni wakhe bebengavani tuu bebesoloko bexabana nje, namhlanje yonkinto ibi ready beseyenziwe imbeleko yonke into ihambe kakuhle bekusheke abantu besela ngoku kwaye akhonto isokolisileyo ku Awomi,mna ke bendihleli no Aya nabanye o makoti pha e kitchen hay shm baninzi abantu balapha ndithi bendibaqala noba bona hay ba nice shame)
"Yee wena Lunga ubucinga uzobaleka dekubenini huh nanku umntanakho"
(Siye sakhawuleza sakroba phandle, ibingumntu ongu sisi omhle ebambe umntwana,ebekwazi uzihambela kelomntana but ebesanxibe I pumpers)
Lunga:hayi Mbali joe hay khophume apha
Mbali: lomntana wakho?ndimthini mna huh
Lunga: khandithi sokwenza I DNA test kant xandi buya
Mbali:akhomntwanam ozokwenza DNA apha rhaa,Okuhle nanku utatakho yiya kuye
Lunga:Azephi? khoyeke mbali torho ukwazi njani apha
(Ndithe xandijonga u Aya uzingxididi zinyembezi sana ow hayi kodwa waze wangcola u Lunga)
Aya:khame ndiyoyi mamela kakuhle phandle lento
Me:ungenzinto chomi
Aya:suwara
(Siqonde masilandele apha emva kwakhe cz klk nathi siyazifuna indaba Eyy enyinto le family ine drama wow sana)
Aya:Lunga kwenzekani apha?
Lunga:Baby ndingacacisa
Aya:cacisa ngok....sundibamba futsek man cacisa
Lunga:yayiyi mistake mfazi wam
Aya: sundixelela inja kemna yi Ka² moss le undixelela yona
Malume:Hay uyathuka nawe,ufundiswa ngulo wasemaxhoseni
Me:ufundiswe ngubani?hay ndincede bhuti!
Malume:(esondela)u bhuti wakho ndim?
(Usondela uyaphi ke ngoku lo malume?worse andiboni no Luhle ozondinqandela phof abantu endinethemba loba bangandinqandela bebesendlini)
Lunga:hay man malume khoyeke le wey uyenzayo sithi sikwenye ingxaki ube usifaka kwenye
Malume:nifakwe ngubani klo ngxaki ungandilingi,wena sundinyela (endikhomba)
Luhle:Haybo kwenzekani apha
Lunga:eyy mfethu ndigqubhayizile
Luhle: ingathi kanti yilento ndicinga yiyo......bekutheni ungatsho wena
Sipho:hay nawe mfethu ngowutshilo sikhawuleze siyilungise le wey,ade abemngaka lomntana mdala moss xa ekwazi uhamba
Lunga:ndiyatsho ayingo wam lomntana man
Luhle:thatha umntana bra suxoxa
Mbali:and xanithatha umntana wam andiyindawo nam
Lunga:hay uphambene kengoku ubangazanga uzobeka umntana uhambe na apha,hamba nomntana wakho ker
Mbali:ok ker niyazi nzomane ndizom check every time
Lunga:hamba ker
(Iye yahamba ke intombi iqhutsula injalo, anabhongo lika Sipho no Luhle bathi ngeyeyichaze early so that bazoyilungisa kwa early kubi moss xakunje)
Aya:hay shame ncamisile yho (eqhwaba izandla)masambe Lisa ndingakafeli apha
(Ndiya ndambamba ngesandla saya e kitchen ndamnika amanzi then saya kwi flat yakhe hayke shame oko elila de kwangena u Lunga)
Me:mandininike I space
Lunga: enkosi
(Ndiye ndaphuma kemna ndayojonga abantwana bam)
Lunga's pov
Molweni as you all know ndingulunga Mhlongo myeni ka Aya,u Mbali ndalala naye nge mistake,u mbali yi receptionist pha kula company ipha e Jozi kwaye yinto eyenzeka kanye last year zange yaphinda yenzeka kwaye lombali ndiva kuthwa zange alale nam qha ngala mini, ngoba yayiyimini enkulu emsebenzini wonke umntu waye nxilile so anotsho ba ndikhumbula kakuhle,u Aya ngiyamthanda ngumfazi wam ndandifuna ukuya naye e Jozi kodwa umkhulu no makhulu zange bavume,ndizokwenza yonkinto esemandleni am ndixolise futhi ngimcacisele ngento eyenzeka
Me:baby?
Aya:cwaka
Me:baby bendicela uxolisa ngento endayenzayo ndiyayazi ndakuthembisa uthanda wena wedwa kwaye nangoku ndisathanda wena wedwa,(ndiye ndamcacisela yonkinto eyenzekayo lamini)
Aya:(ekhala)so you can't control your self xa unxilile?
Me;yayiyi mistake baby suwara nzoyi prove ba ayingomntanam lona ,cela undixolele baby yinto eyenzeka kanye le
Aya: cacile xa unxilile wenza lonto moss nangalamini nani hamba apha noo luhle wenza lonto,bendithe nqa undifihlela I phone kanti uyazazi
Me:no baby ukuze ndikufihlele I phone ayo lonto kukho into endifuna uku suprise ngayo
Aya:sowundi suprise ngomntwana nje nanku u suprise
Me:baby cela uxolo ayiyo le suprise bendifuna ukubonisa yona lena
Aya: ndiya hamba kemna,ndibuyela ekhaya
Me:baby uyazazi ba abantu bakowenu bazokuthuka ndiyakucela baby cela ungayi uyozihluk*mezisa phayana
Aya:ndinayo enye I choice Na?cz ndifuna I space from wena uyandidika
Me: sorry baby ndingakunika I space
Aya;ingase ndingakuboni man,phuma
Me:ok bye bye
Lisa's pov
(Eyy bekusagcwele ke apha phandle kwaye bekusebusuku ngoku and abantu abazimiselanga uhamba tuu basagqibeezela utywala,shame ebengesena stress u Lunga ndithi ndimbona ndikude ba hay une stress but ke asizo thini uzenzile akakhalelwa I wonder unjani u Aya apho akhoyo makhe ndiyomjonga)Ndonele bubomi

(Eyy bekusagcwele ke apha phandle kwaye bekusebusuku ngoku and abantu abazimiselanga uhamba tuu basagqibeezela utywala,shame ebengesena stress u Lunga ndithi ndimbona ndikude ba hay une stress but ke asizo thini uzenzile akakhalelwa I wonder unjani u Aya apho akhoyo makhe ndiyomjonga)
Ndibuyile ke ngoku asoze ndiphinde ndiduke ndingatshongo ndiyaxolisa 🙏