Ubambo lwam

Ubambo lwam suphuma ungafollowanga😭



shiya no (❤️‍🩹)

15/04/2026

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Ma Dlu Ba, Busisani M. Metu, Cmpwe Tana, Asy Maliwa, MaDlamini Mbanjwa, Ter Mahle, Buzike Zaliro ❤️‍🩹

23/03/2026

07

linomtha povs

Ndivuke ndisesifubeni sika sabelo ndizame ubhekela kancinci wandibamba ndithe xa ndinyusa intloko uvule imehlo eliyi one ndivelele ndamjonga wancuma ndiye ndamjonga nje ke mna kuba andiboni kwanto incumisayo apha mows uncumani ekuseni atsho ngobamhle apha

mna:cela uvuka babe
sabelo:uthini mntuwam

uwoh ngula babe ke lona umphambanisayo

mna:ha.ana ke ndifuna uyotya marn mna
sabelo:yeka ndizoyokwenzela ,worse ke ngomso siyahamba sibuyela ekapa awufuni kuyovalelisa kowenu

haibo ndizophendula njani kulo mbuzo nah?hai guys andiqondi ukuba ndizokwazi tuu bandihlukumezile ekhaya banditshatisa inkani so andizokwazi tuu sana soze kalok bethuna mna andifuni kwa uphinda ndiyobabona omama ngoku apha ebomini bam bethuna

mna:andiqondi kodwa
sabelo:okay baby awufuni siye etown soyitwo?
mna:andimind ukuya if uzondithengela ipizza

ewe guys mali yendoda yam funeka ityiwe ndim hai amanye amankazana ndiphakame first kulo bed ndayihlamba ndibuye ndibhinqe itowel ebengekho ke lona bendime esipilini ndithambisa ndizibuka ndithe xa ndibhekayo ndentla ngalomfana yerr why endijonge kanje na lomntwana na bethuna ,usuke wancuma

mna:uncuma nabani na?
sabelo:ndincuma nawe haibo

mxm akwaba bendithule ke sana ,uhlekile sana wangena ebatroom ndishiyeke ndinxiba ndadlula ibad ndaya kitchen ndafika kungekho mntu ndizenzele ipopcorn ndayobukela itv ethubeni ufikile ubhuti wenu

sabelo:nhanha wam
mna:uthini
sabelo:masambe ,lonto leyo uyi weather (ehlebeza)
mna:uthini caba
sabelo:hayi andithethi

17/03/2026

Let's give her supports ❤️‍🩹

Address

Gobe A/A
Centane

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ubambo lwam posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share