KwaMdangayi

KwaMdangayi A xhosa man loving his coloured wife loudly | THIS IS OUR ONLY PAGE | 📩 [email protected]
(2)

We had fun shooting an interview last night. COMING SOON. ❤️💍
13/12/2025

We had fun shooting an interview last night. COMING SOON. ❤️💍

12/12/2025

Ukfundise ntoni u2025? 🤔💭

12/12/2025

10 396 of you boast the TOP FAN badge. Vela neyakho sikbone. 🎉

12/12/2025

Good morning family. Nibenemfarasi emnandi. Sinithanda KANGAKA. 🫶🏽

11/12/2025

uQhinebe uthi lumani ezoLaptop nigoduke. Bekukdala ngoko. Abazunenza nto ndikhona.

11/12/2025

Ndihleka uAsivuyise uthi k*m izolo “wena baby you’ve ruined me now I think in Xhosa, I dream in Xhosa and I speak Xhosa. English yam neAfrikaans yam ayikhoright”. Ndaqonda haak. 🤣

11/12/2025

“Zonke izixhobo ezikhandelwa ukulwa nawe aziyi kuba nampumelelo; zonke iilwimi ezimelene nawe ematyaleni uyakuzigweba. Lilo eli ilifa labakhonzi bakaYehova, nobulungisa babo obuphuma k*m; utsho uYehova.”

11/12/2025

End-of-year-fatigue isifumene sithatha i3days ukugqiba iMovie enye. Simane sibiwa bubuthongo idlala siyigqibezele the next day. 🤣🥺

11/12/2025

uAsivuyise uyavala namhlanje mna ndisezawndlandlathekiswa yiAlarm until the 19th. Thiiiiiiiza. 🥺🙆🏽‍♂️

11/12/2025

Good morning family. Sekusele kancane iphele nale iveki. Nibenosuku oluhle. Sinithanda KANGAKA. 🫶🏽

10/12/2025

Now that we are sitting pretty on 331k followers. Where are you following us from? 🤔

10/12/2025

Good morning family. Nibenosuku olumyoli. Sinithanda KANGAKA. 🫶🏽

Address

East London

Telephone

+27828187616

Website

https://www.lensmartonline.com/?lenid=fx_wh_KWAMDANGAYI

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when KwaMdangayi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to KwaMdangayi:

Share