Lil dog

Lil dog 10 kg rice
10 kg sugar
Gaqa lekhaphetshu
1kg Elgin

Nibe mnandi ntozakuthi✊🔥

07/07/2025

Abantwana benu "ozayo" yhoo hayii zoba ngunondumiso Owam.

05/07/2025

Noba ungatya apho nditya khona soze uhlafune njengam.qha qwaba

03/07/2025

Ezinye iEx ngase uzilahle everyday. Qondba nanamhlanje andiku feeli Satana

30/06/2025

Niyayiva😷faka I mask phezkoko ungangenwa yi virus.

28/06/2025

Uyisaphi intloko enkulu etywaleni, lala gatsby

26/06/2025

Khaniyeke ukutebhisa bethuna, xa iduru
underwear yakho yinxibe
ngaphezulu. 😭

26/06/2025

Intombi enxiba size 10 enyaweni.🤧

26/06/2025

Aydibenanga le mali ye 28,kodwa I papsaak izophuma. 😭

26/06/2025

'Yagragrama intsangu'

Akho mbongi endizova ngayo kule ngqele.

24/06/2025

Ewe boyika I dog style because impundu Zi silver grey.

06/05/2025

Qhwabelani uFacebook izandla , ninabafazi abahle nje yile App.😩

20/05/2024

"I miss Cape Town"
eloxesha waya Kayi 1 kwi interview ye scam walala e Police station.

Address

Engcobo

Telephone

+27832502436

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Lil dog posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share