Lusikisiki crisis Committee

Lusikisiki crisis Committee We handle any kind of crisis ,with distinction!

08/09/2025

On a serious note

Kukhona umntwana oyintombazane (17 years) kwilali ekufutshane nalapha endihlala khona....umama wakhe usaphila ntonje kwathi kusosweleka utata wakhe wakhetha ukumlahla wayohlala nendoda....lomntwana ukhule ehlala nomakhulu wakhe namalume bakhe

Lapho abika khona ukuba uyahlukumezeka okubuhlungu kakhulu akanayo ne BIRTH CERTIFICATE kwaye nomama wakhe zange waba nayo. Ngoba ehlukumezeka kowabo ugcine ephuma wayohlala nenkwenkwe athandana nayo nakhona kunzima ngoba uthi ngamanye amaxesha inobuya endaweni yolonwabo imbethe kungenasi zathu.

Ndimthathile umntwana ndahlala naye phantsi sathetha ndamfumanela indawo yokuhlala ekhayakhulu lam kwicala lakomama....lapho kuhlala khona umakhulu nodadethu omncinci endiyazi kuyindawo enothando, uxolo nokuthula👏

Ndizomcelela kakhulu kwicala lokuncedwa nge BIRTH CERTIFICATE, impahla yonxiba nokunye abantu abangakwazi ukuxhasa ngako

WhatsApp: 0736884165
Calls: 0717768754
Lubabalo Gingqi
Enkosi 👏

Benivile
08/09/2025

Benivile

08/09/2025
08/09/2025

Namhlanje sikhupha amafiles ,

Vuyisile osebenza e goli onomfazi ongu Alakhe e Lusikisiki , uyaphela ngu ben 10😭

La van yakho wayethe yatshayisa yavutha uyaxoka wayithengisa wadla imali nalandoda, nam ndive etaxin kusitsho umama owehle ngase Hayi libele kwa

Abanandaba ke aba bakothu
07/09/2025

Abanandaba ke aba bakothu

06/09/2025

Admin ,uhuvile ukuba zonke creatives zase ngquza bezi dibene eNongoma Hall kuhlabelelwa ?

06/09/2025

Programmes to be offered at the Ingwe TVET College in 2026

06/09/2025

Guys nasi isicelo.

Ndicela xa udlulisa umyalezo kula inbox uyeke ukubulisa vele ungene emxholweni 🙏

Address

Flagstaff

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Lusikisiki crisis Committee posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category