Maka Mvelo

Maka Mvelo BOY MOM🤱❤️😃

07/08/2026

Akho bantu bavana ingathi ngabantu abane common enermy😹😹
Iba tight ke lo relationship

07/08/2026

It's either you unemployed and going through a lot,employed and unhappy, job hunting and depressed, you a single parent and struggling,employed and happy but ulinxila, unemployed ulinxila elizenza happy but deep down you depressed,you working and uyondla but ubanjiswe ilahle,or even worse employed, stable and happy but uyanxila utyi drugs your job is on the line,or you working you single and you don't drink qha imali yakho iphelela ezandleni okanye uyasweleka. Kubi marn siphila inja yobom

04/08/2026

Ingaku stress indaba yokuthi awuberegi🙏. Ithath ngathi uOff or ukuLeave😭

04/08/2026

Ndim nabani after being happy sowuyazi nje ikhona kele igymayo ezovela ikophule umoya? 😫 Like your nervous system is constantly on guard

04/08/2026

Umfunyana onxibe isikipa esimhlophe kunye nepanama usandoxhwilwa ko K Site B

Hi Admin ndicela undifihle ndingaveli nangocikicane ukhona umfunyana onxibe isikipa esimhlophe kunye nepanama usandoxhwilwa ko K Site B kulendlela eyangas maqwetheni eBonga drive

Ndicela abantu bajonge obhuti babo abancinci ngoba uyabonakala yena ubhutiza ukuba ebekhapha amatakane.

Lento yenzeke apha ngo 20:32.

Hello my lovies🫠🫠
03/06/2026

Hello my lovies🫠🫠

Address

Tabatha Street
George Industria

Telephone

+68772.30.50

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Maka Mvelo posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share