Life Stories with Lady S

Life Stories with  Lady  S Sharing love & Life Stories to the World,
Let's Respect everyone, no Valgue Language please.

26/08/2026
26/08/2026

favourite song

26/08/2026

it's BBL for me

26 August 2026,  06:19amNgcela Ungifihle AdminSawubona Admin igama Lami ngiwu***** ***** From Emnambithi... Iñkinga Engi...
26/08/2026

26 August 2026, 06:19am

Ngcela Ungifihle Admin

Sawubona Admin igama Lami ngiwu***** ***** From Emnambithi... Iñkinga Enginayo Ngashada ngo2015 so ngihlala khona ke Kubo Kanye nogogo wakhe nobhuti bakhe ababili oyedwa ushadile🙏 so ubaba wakwami usebenza eThekwini ujwayele Ukubuya ngamaholide🙏... Ngo2023 wabuya Kanye so ngangifeel lonely and I decided ukuganga ngijole nomunye Wabafana ababengishela😩 so bekuyinto ebese ngijwayele ukuyenza ke ukuthi ngiphume ngiye kuye naye sometimes ezekimi.

So ngoNovember last year ubhuti wakhe wangibamba 💔and Okubuhlungu akazange akhulume ngalento kumfawabo nango December ubekhona but uyangi threat(sha) ukuthi ngilale naye ukuze azothula ngalento💔so ngalala ke nami naye 💔 iñkinga usejwayele Ukubuya manje sihave🍑🍆💔 iñkinga Ukuthi useze waxosha ngisho umfazi wakhe💔usalala nam namanje 2026 inkani💔.

Ngcela ningisize 😩😭😭nami ngiwumuntu nginamaphutha💔💔🤞🤞ngenze njani?

Umfundisikazi othetha phandle ukhutshiwe nje ngomgqatswa ku Mrs Southern Africa.Lomfundisikazi, uNandipha Mlombi nowaziw...
25/08/2026

Umfundisikazi othetha phandle ukhutshiwe nje ngomgqatswa ku Mrs Southern Africa.

Lomfundisikazi, uNandipha Mlombi nowaziwa kumakhasi onxibelelwano nje ngo Queen Nandi ukhutshiwe nje ngomgqatswa kungenelo luka Mrs Southern Africa.

UQueen Nandi nogqame ngokungangabazi, ethetha phandle kumakhasi onxibelelwano egxeka indlela amanina aziphatha ngayo, ekwathetha phandle egxeka nenkonzo yaMawisile ngendlela eqhuba ngayo. Abalandeli bakhe bebesoloko bohlukene phakathi bambi bemgxeka bekhona nabamxhasayo besithi inyani uyithetha nje ngokuba injalo.

Ngokwe ngxelo ekhutshwe namhlanje kuMrs Southern Africa iye yazindaba ezimbi kubalandeli bakhe nanje ngoko bebemvotela, kukhona nabo bathe bayamkela lengxelo. IMrs Southern Africa ithi bakhusela isidima sabo.

25 August 2026, 15:23 pmMolo Admin, Bendicela undipostele, undifihle.Admin I'm 31 years old, I have 2 kids with my boyfr...
25/08/2026

25 August 2026, 15:23 pm

Molo Admin, Bendicela undipostele, undifihle.
Admin I'm 31 years old, I have 2 kids with my boyfriend, phof I ex yam ngoku because undilahlile...

Into inje Admin, mna ndiyaphangela endaweni e ryt, siya bonus.a ngee birth months zethu, eyam ibingo July, my Boyfriend asked ba ndimboleke imali yelobola, azothumelisa abantu ekhaya since sihlalisana and we have kids.. Fine ndavuma, yathunyelwa Ileta ekhaya for End of November ba kuzofika abantu.

Ufikile ke July, nge 25th ndamthumelela imali, kwamnandi ke endlini because sizotshata soon, and my uncles and dad were happy too.

Admin, wanyuka umfana uya kokwabo ezilalini to prepare his uncle's naye, samana sifounelana okoko. Ndiye andamfumana efounin for a week yonke from the 15th ka August.. Ndabona nge call yakhe ingena ba iTV ne Fridge ezi azishiye apha kulendawo sihlalisana kuyo uyandi pha zona, and that uyaxolisa... Xa ndibuza kwenzeka ntoni, wacima ifoun.

Admin mna ndizobona kwi status sika brother wakhe emvuyela ba utshatile Saturday, ndabona eme no mfazi omtsha and Omhle Admin... Ekubeni mna endizalise 2 yonke yabantwana... And iyandigulisa I part yoba ulobole omnye umntu ngemali ayinikwe ndim... Andizazi mandithini.. Bendimthembile lobhuti, sihleli so babini I 2 years yonke, sabe sithandane I 5 years.. Khange ndiybone ba yenze ke njani le into.

Akakabuyi ezilalini, akacholi zifoun, andiyazi nzothini ekhaya or ebantwaneni bethu?? followers phendulani pls ndineStress.

25 August 2026,  05:10 amHi Admin please hide me ndingu bhut otshatileyo apha I think it's 7yrs ngoku ndikulo mtshato si...
25/08/2026

25 August 2026, 05:10 am

Hi Admin please hide me ndingu bhut otshatileyo apha I think it's 7yrs ngoku ndikulo mtshato siyavana kakhulu ke no mfazi wam uyaphangela nam ndiyaphangela kwenye ye department endingazoyibiza...eyona nto endiza nayo ndaye nda find out ukuba umfazi lo wam uyajola emsebenzini wakhe so ndihlale naye phantsi ndimbuze ngalento ayiphike ndithi no there is no need yoba ayiphike lento ndcl qha ayiyeke bcz ndiyamthanda nd angekhe ndikwazi ukohlukana naye okay avume ker siberyt ibe ngathi uyiyekile lento..so besiloko si plan ker ukuba sizothenga imoto eyeyakhe since siphangela kwindawo ezohlukeneyo akwazi uziyela emsebenzini..after 4months ndimbhaqile kulento ebeyenza azondixelela ukuba umithi so ndivuye ker kube mnandi ngathi khange kwenzeke nto...kuzothi ngenye imini lunge weekend uhlamba impahla phandle mntuwam so foun uyi charge endlini kuzongena call morc foun siyabambelana..ndiyibambe ndingathethi kuthiwe hello mamakhe yey ndibile ndingazi noba ndithini..ndi drop ndi on data kule foun kungene message ethi caba uhleli nesisdenge na awathetha founini caba kuya delete.wa apha elekoba kuthethwa😭💔 ndiqonde no mandingabuzinto ndiphume ndiyishiye foun kanjalo futhi ndiyishiya iku Whatsapp so that azobona ukuba ndiyibonile lento..bendicl omnye umfana ongu Meza ukuba andihlambele Moto so ndiye kuye engekayigqibi ndithi ndcl ayiyeke ndidumise ndihambe lapho andizazi noba ndiyaphi anditshongo kwakweli mene-mene...ndcela ube upost ndiyeza no part 2

24 August 2026,  07:58 amOn our first date, she ordered beer. A few minutes later, even before the food arrived, the bee...
24/08/2026

24 August 2026, 07:58 am

On our first date, she ordered beer. A few minutes later, even before the food arrived, the beer was finished, and she was asking for another one. The waiter served the second beer without the opener. He went back to bring the opener, but sister was impatient, so she opened her beer with her teeth and started gulping it down, all the while speaking cheerfully about the night and how she was happy to see me.

By the time we finished eating and talking, she had drunk three bottles. My malt was still in front of me. When we were about to say our goodbyes, she said, “I thought you were going home with me.” I responded, “I thought that would happen after you’d accepted my proposal?”

She retorted, “I like you. In fact, in my head, we are already dating. Let’s not pretend. We are not kids.”

I insisted she should go home until another time. She said, “Maybe you don’t like me. That’s why you’re sending me away. I want to spend the night with you.”

I didn’t allow it. And now, she’s wondering why I wouldn’t answer her calls. Three bottles of beer in one sitting and opening one with your teeth? That’s not the kind of woman I saw when I met her. I was honest enough to tell her what I didn’t like: the fact that she drank alcohol. She said she could change for me. She loves me too much and is ready to make things work.

What do you think?

Address

Johannesburg

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Life Stories with Lady S posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share