24/03/2020
Madoda atshatileyo khanitshoni xa begqitywa nini aabantwana nithi thina bangatshatanga sithini?
Niqale umzi nomfazi wakho ningenabantwana
Okoqala, ezintwana zimithisa abantwana babantu zogqiba zingahoyi kungenxa yaba bhuti batshatileyo,, why ndisitsho, it's because bahamba nabantwana eb'suku bebadala babonise izinto ezingokhoyo, le ingekagcwalisi ne 18 seyibon'intwentle.
Ushiya umfazi wakho phaa awmazi noba wenzani, ubuya ekseni akuthethiswana endlini ksasa ngoba kalok ingqondo ithi andinophathwa ngumfazi.
Thina bengekatshati sokwamnkela abantwana benu batshatileyo, kuzohletywa abafazi bethu madoda , imizi iphalale ngoba siyafuna Nathi uzizamela, kodwa siphinda simoshwe kwanini badala.
Imitshato yolutsha ayiphumeleli ngoba nifundise abantwana into engokhoyo nto yayibiwa k'dala , kodwa namhlanje abantwana babantu bazikhulisela abantwana bodwa kulenzima ingaka..
Le 21 days I think ikunika ithuba locinga ukuthi ufunani ebomini, ukhe ucele uxolo emfazini, umbonise uthando , ukhe Ume ngoku, uyabona ilizwe liyaphela sijongile.
Uxolweni bethuna.