26/07/2025
FILM TITLE REVEAL ๐จโ๐ซ ๐จโโ๏ธ
Namhlanje sithi masazise izizwe ngegama lomboniso bhanyabhanya wethu.
Film title: TATA
[Season 1: Iqhinga lokuzondla]
Andifunโukuyicacisa kakhulu ngoba inako ukuzichaza ngokwayo, sonke siyayazi ukuba eligama lithi TATA kulindeleke ukuba lisetyenziswe njani, nini, kubani, ngubani.
Sikwazazi nezinto ezilindelekileyo kumntu oye abizwe ngelogama, kwanezinto azilindeleyo naye kwabo baye basebenzise elogama kuye siyazazi. Kuye kubenjani kengoku xa kubonakala ukuba liyasinda linzima eligama?
Khona, lona IQHINGA LOKUZONDLA eli yinto evela njani kuyo yonke lemeko? Iyintoni engunobangela wokuba sibone abantu bebopha IQHINGA LOKUZONDLA?
Movie trailer ๐ฌ and more information coming soon
Get ready for SEASON 1 ๐ฅ
Writer-Producer-Director ๐ฝ Zuxole Ngetu
Enkosi ๐