Lgbtqia+ Short Stories & Quotes

Lgbtqia+ Short Stories & Quotes A space for everyone to be themselves. Feel free to inbox us with your stories n experiences. We're here to listen and share.🏳️‍🌈❤️

09/08/2025

If you trying to do better, better is going to come.🙏🏾🤞🏾

09/08/2025

Happy women's day my beloved LGBT+ people 🏳️‍🌈🥺

09/08/2025

Sbwl abusive relationship now, ngithi ngihlez ngizwe ngefosholo emhlane🥺

06/08/2025

Very important lento yo have a feminine Gay in your life❤️🏳️‍🌈

06/08/2025

I love clingy women Intombi mayifune uphila inside kum❤😫

31/07/2025

"Mina I hate umuntu osaba ukungicela imali, yes angeke ngikunike but ngicele.😞

31/07/2025

Ngyakwazi ukthetha amasimba ngabaSisi baOver30 ngok ngizminca ngabo😎

31/07/2025

🧔📞Hellow 😩
🧕 📞 Hallow sthandwa sam uyaphila?😩
🧔📞 Hallelujah😩
🧕📞 Singathetha bby?😩
🧔📞U Yehova ukhona ulapha ecakwam uhlala ehamba nam noba ndiyaphi mzalwane😩
🧕📞 Yiyhooo bby ndiyakukhumbula kodwa🙄
🧔📞Ewe Mzalwane ndiyayiqonda kunjalo kodwa uYehova uthi beka ithemba lakho kuye ngamaxesha onke😩
🧕📞Sizobona nini ke ngoku bby ngoba nyani ndifuna ukubanawe mna😩
🧔📞Kulemvuselo ingomgqibelo ebusuku 😩
🧕📞Yhoo hayi bby ndiyayiva indlela uthetha ngayo unomfazi wakho kulendawo ukuyo mandikuyeke ndingade ndikuxabanise naye😩
🧔📞Sisilingo esikhulu eso mzalwane kodwa ungakhathazeki yena akanamandla usathana😩
🧕📞Okay bby ndiyakuthanda uyeva?😩
🧔📞 uYehova uthi elizwini lakhe ubathanda bonke abantu bakhe, nawe ke mzalwane uyakuthanda kakhulu futhi😩
🧕📞 Okay bby bye bye ke😩
🧔📞Bye mzalwane😩

👸Ubuthetha nabani na tata ka Lethu?😩
🧔Bendithetha nomzalwane uMbhele heyi ziyamhlasele izilongo lamzalwane nkosikazi kangakuba kuzofuneka ndiyombona ngomgqibelo😩
👸Shame bendizohamba nawe uba ibingekho lento yalomngcwabo ndiya kuwo lonto ke ndizobuya ngecawe😩

14/07/2025

BE HONEST FREINDS
HOW LIFE WITHOUT
PARTNER?

13/07/2025

Shoutout To Boys/Men Who Respect Le****ns & G**s 👊🏾🫂🏳️‍🌈

13/07/2025

🍆+🍑🍑🍑=🍆
🍑+🍆🍆🍆=🎃
Cheating is not for everyone

12/07/2025

“ Mommy Why Is Daddy A Girl “ Le****ns I Hope Y’all Ready😫

Address

Matatiele

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Lgbtqia+ Short Stories & Quotes posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share