26/12/2025
Tshotsho! Madodelali akhonto? Akhontwitheni fondini akhonto sinyoyiyeka singamadodelali 🫠🙂↕️akhonto ingekhoyo fondini kwenile imagi inyama namacongwane inyamomlenze🤣🤞🏾haguuu maan!
Xakunje enhlabeni akukusa kuthwa sikhwezile hini maan ukonwaba kangaka jola yhlo galela sisele 🐝🐝🐝🥩ziyahlangula Kulomimango sakudibana nge 10 ku YouTube ilali ityebile!!!