Elvisto-SA

Elvisto-SA From the Soulful Makhanda in the Eastern Cape, South Africa.

  00h-2h00 ezihlangwini zika Onke UMhlobo Wenene FM 88 - 106
20/09/2025

00h-2h00 ezihlangwini zika Onke UMhlobo Wenene FM 88 - 106

Lela xesha lonyaka apho siphuma sithi bhazalala sonwabise abantu. For Booking WhatsApp >073 417 3733 or malim@sabc.co.za
18/09/2025

Lela xesha lonyaka apho siphuma sithi bhazalala sonwabise abantu. For Booking WhatsApp >073 417 3733 or [email protected]

Ndikhule ndibuthanda ubuxhakaxhaka, ndinabo ubuxhakaxhaka kwaye ndiyabuthenga ubuxhakaxhaka endibufunayo, please don't j...
15/09/2025

Ndikhule ndibuthanda ubuxhakaxhaka, ndinabo ubuxhakaxhaka kwaye ndiyabuthenga ubuxhakaxhaka endibufunayo, please don't judge me ndiyaxhakazela qho (I love sound and technology). Xa ndisiya kwi gigs zam andisokolisi mntu. Ndixwaya izinto zam, ubuxhakaxhaka bam...

Long time friendship, brotherhood Malbongwe Fondini Its always good to meet you. He gave me The Notorious B.I.G double L...
14/09/2025

Long time friendship, brotherhood Malbongwe Fondini Its always good to meet you. He gave me The Notorious B.I.G double LP, just like that...easy

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Zoleka Mazwi, Zusiphe Toto, Mamvelase Thukela Mthembu, Ny...
05/09/2025

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Zoleka Mazwi, Zusiphe Toto, Mamvelase Thukela Mthembu, Nyasha Nyasha, Samayirha Hanjana, Malixole Silara, Akhona Zee Vaphi, Outstrip Libra Plum, Bathi Umasweetie Batanati Nzuza, Happyman Baba

Happy moments UMhlobo Wenene FM 88 - 106 kaloku kuba nje xa sidibana ne colligues
04/09/2025

Happy moments UMhlobo Wenene FM 88 - 106 kaloku kuba nje xa sidibana ne colligues

27/08/2025
Sise Qonce e  inkqubo yakho   ilapha namhlanje ...
23/08/2025

Sise Qonce e inkqubo yakho ilapha namhlanje ...

Ndise Makhanda ekhaya ningahambi nindibuza...
04/08/2025

Ndise Makhanda ekhaya ningahambi nindibuza...

Address

Port Elizabeth
6201

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Elvisto-SA posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Elvisto-SA:

Share

Category