18/05/2024
Abantu bonke bafuna inyani ezimpilweni zabo , kodwa abanabo ubunyani kwabanye abantu . ?
Unobangela walonto zange bayazi kwasekuqalekeni kwengxelo bexelelwa ngu Chaz'nyani , ngoku bayavakala ngokwentetho ukuba ,abazi uba ndiyazi ukuba abazi kwaye ke nawe ndiyazi uba awazi kuba ndiyazi uba wena awazi 👈
Sonke sidinga ulwazi lwamanzi empilo zethu