08/19/2026
CHAPTER 008
ndigagane no MAKHULU emnyango oh u mafaku wam
MAKHULU : kuthen ungazanga ukuzotya namhlanje and akhange ndikubone kwawena
ME : bendibusy khona into ebendiyi practice no MSINDISI ndiyaxolisa
MAKHULU : ndiyazi uyaxoka ndiyakwazi kaloku Wena ungabaqhatha bonke Kodwa hayi mna ude ungazi ukuzothatha ukutya hayi sudlala ngam likamva yini wandigugisa andikakagugi kaloku mna
ME : ohky ndixabene no malume about ukundithuma kwa Skham ndigolozile watsho wandibetha so bendifuna ukukhe ndichole umoya kwelinye ixesha ndingabikho APHA ekhaya andikwazi nok*mjonga
MAKHULU : yooooo hayi kanti unjani nalo hayi andisazi kengoku sizohlala naye phantsi kusasa kwekwe hambotyake kuzolunga
ME : eish ndiryyt khulu ndizotya kusasa
uye wahamba ndisale ndivala nyani Yoooo bendihluthi Kwa MSINDISI and nengqele ibisitsho phandle bendisonqina nokuphuma ndiye ndalala after ndifune I novel book ye English ekuseni ndivuswe ngu TAMKHULU andizazi noba ndiselwe okanye but akhange ndive nalo alarm
TAMKHULU : Yoooo kamva bekutheni ulale kangaka une 30 minutes kuphela ndoda vele wosule
ndiye ndakhawlezisa ndahlamba ezondawana ndatsho ndayotya ukutya kwam kwaphezolo ingxaki eskolweni andiphaki ndonqina lanto yok*ma u line fike kududulwana and ukuba ulambile or usuke ungatyanga kowenu ungahlazeka eskolweni so nditya ngeloxesha xangaba kuphakwa k*ma class nalapho ndibanentloni so ndiye ndahamba beselindibethile ixesha ndifike sekukhona utitshala e classini besibhala I test namhlanje ye English
SIR : bendisothukile faku kwezintsuku zidlulileyo ukuba ude ufike Nini late hayike sowuqalile uqalile akukho ukubuyela emva ndiyakwazi kaloku Wena
baye bahleka e classini ndiye ndabeka ubhaka phambili ndabhala umntu ebebhala atsho aphume indlela ebelilula lona iphepha ipen ibityibilika ndiye ndangowesibini ekuphumeni ndayolinda umsindisi phantsi komthi wethu kuye kwafika nje amantombazana amabini ase classini nje bathule abafane babekwezinto zalapha ibingu INDIPHILE no IMANGE baye bancokola kwafika no MSINDISI sancokola ngephepha saya eclassini school was school!
besesiphuma iskolo Namhlanje bendingaphuthumi because akundim ophekayo ekhay Ndiye ndalinda u yondi ebesabizwe ngumfana ajola naye eskolweni bendimile kwafika u Yanga mna naye asifane sijole kakhulu eskolweni sinemini uye wafika
Yanga : molo gojas
ME : unjani
Yanga : ndicela uze uphinde ufike kalooku Namhlanje ndiyakucela yini mafaku omhle
ME : andizukwazi Yanga
Yanga : ha.ana ke babey
uye wasondela wandincamisa watsho wahamba i had no choice ndiyamthanda and kuzomele ndixokile ekhaya Ndiye kuye, final wafika u yondi
Yondi : ubungekho right eclassini nje ungenguyanga Lo snovuyo ndimaziyo kwenzekeni girl
ME : u Yanga ubuthathile ubuntombi bam
Yondi : then yintoni ke ingxaki because uyamthanda nay uyakuthanda and it's not like ubuzofa uyintombi khawuvuke naku Siya Phila Thina ndino 5 years ndingaselo virgin mna and nomntu owo wabuthathayo ubuntombi bam wemka kudalo then hayi subhora apha sizintoni ????!!
ME : sizi buddies
siye sancokola Oko endibuza ukuba bekunjani satsho sahlukana honestly andiziva ngesigqibo endisithathileyo bendiya kude ngobuntombi bam but ke gone and ekhaya I feel like bayandibona nje yonke into endiyenzayo ,ndifike ekhaya ndakhulula ndatya ndaya emlanjeni ndiyophungula impahla yam Kuba kusasa ndiya edolophini notata
ekhaya ndifike ndakhulula ndaclean ndatya ndaya Ku MSINDISI ndifike edlala I games
MSINDISI : yeeee boy umbonile u INDIPHILE indlela akujonga ngayo yey boy iyakufuna la cherry ! Yoooo sendibamba Lo ebehamba naye bathi nguban u IMANGE jyoooo ndingaba ndigqibile
ME : haysuka ucinga u Indi angafuna intwenje ngam
MSINDISI : Yoooo yeboy yeka ukuba Dom man iyakufuna la cherry
ME : hayi Wena uqalile masibale I maths kusasa uyandibhatala boy and ingaqhelani
siye sahleka saqalisa ndikhawuleze ndagoduka Kuba ndifuna ukubona le ingu malume