101k I'm unknown πŸ₯ΉπŸ‘ŽπŸ»
(1)

06/10/2026

Khuzani Album Loading .. 🩡🩡🩡🩡🩡🩡🩡🩡

24/09/2026

*PART 1: ANDIPHUMI KWILALI ENKULU... πŸ”₯*

Molweni maXhosa amahle! πŸ™

Andiphumi kwilali enkulu apho wonke umntu andaziyo.
Ndiphuma kwindawo encinci apho amaphupho amaninzi afela engazanywanga.

Abantu abaninzi bathi "awusoze uphumelele".
Abanye bahleka xa ndithetha ngephupha lam.

Kodwa ndala ukufa nephupha lam lise ndak.

Izolo ndaqala.
Namhlanje ndiyazama.
Ngomso ndiyaqhakaza. ✨

Umculo ayingomsebenzi k*m β€” lilizwi lam, ngumphefumlo wam, likamva lam.

Le ndlela ayilula... kodwa ndiyayibona inkwenkwezi phambili.

*Kusasa ndiza kunixelela into ethe yantshintsha ubomi bam. Into endingazange ndiyixele mntu.*

Hlala nam. Part 2 ngomso ngo 7pm.

Camagu! πŸ’™

05/09/2026

I'm posting beautiful girls πŸ‘­ 🩡πŸ₯Ή.

Address

UmthathaRoad
Bizana
4016

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when 101k posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share