21/08/2020
Admin please hide my identity I'm a single lady othanda Thixo kakhulu ....life is tough I'm a victim of gang r***d 24Dec 2017 it was on Christmas Eve ndandibuya kwiParty yefriend yam so ndandisele but not to much so in the middle of the night cele ubuyiswa den I will ask Driver that drop me estopini fine ndohlike ndithi I'm safe ndihambile ke xa ndizongena kwindlela eya ngasekhaya kwathi gqi umfana abuze ndiyaphi ,iphi foun ndothuke sendiphambikwakhe kuthe kusenjalo gqi 7 gangster which is 8 people ndizamile ukuScreamer so that abahlali bandive zange kubekho nomnye ovela ndava ngento indibetha ebunzi I.was very conscious ngazigqibela ngoko ukuba bandisusa njani from kulondawo bandibamba kuyo bandisa ngasesikolweni apho bandiraphela khona💔💔💔💔💔😭😭😭ndandisiva ingxolo but ndingaboni ukuthi ngobani bandikhulula impahla ndasheka ndize ndalala apho ubusuku bonke ndize ndigodola ndacholwa ngumntu owayephangela kusasa xa ndizijonga bandilimazile 💔😭😭💔💔 kunzima ukuthetha akuphumi magama inyembezi ziyehla , ndididekile ndizama ukucinga but memory ayikho ndasiwa esbhedlele nalapho ndazokuthuka kwisuku lesibini ndingazi tu ,kwafika Social worker izobuza kwenzekani zange ndikwazi ukuchaza because akhonto ndiyaziyo tu ,kwafounelwa family yam yavele yathi Yona ayingeni ndawo zange ndifumane support kodwa ndazixelela ukuba kulungile uThixo ukhona ndithulile ke yanditya,yandincikiva ngaphakathi lento andithethi nam kunzima lala ndibengathi ndiyahlanya ryt ndazibona ba a.a. Ndiyafa physical kungcono ndithethe bantwini ndathetha ke ndade ndaya councilling eysh ndaqonda a.a murn ayindincedi lento kulaphoo I decided ukuphila indlela ezandiphelisa stress ndahamba clubs,ndatshaya drugs, selling my body,ndanxila kodwa kuyoyonke lonto😭😭😭😭💔💔🙌🏼🙌🏼ndathi ndiyaphala mandiye nkonzweni ngoba ndiyaphela hoku ndaqhubeleka ndikhonza but still struggling zimane zibuya incinga kubenzima lala ndive nefootstep Xa ndibona abantu abangamadoda bendisothuka ndizamile ke but ndohluleka zange babanjwe abenzi bobubi till today ndithe ke ndisajonge le into Kuba ayikalibaleki last month ndihlala notata + abatshana bam so xesha lonke yena akaboni mntana wakhe ubona victim he r***d me zange ndikholelwe kwavele kwavuka nale yokuqala andikwaz zixolela kubuhlungu kunzima ukulala ngoba zange ndicinge ba my biological father uzondenza xhoba ,zange ndiye immediately policestation bcoz ebendirhorhisa ngondibulala ndizamile to report kwifamily bakhe icala likatata mna ndandodwa kodwa ndacela omnye uSis Ukuba andincede ngecase ndithetha nje ubanjiwe lo sizovela this month eBluedowns court soxoxa 💔💔😭😭😭😭ndiphelelwe lithemba ndizibona njee ndiphila