SterkCity TV

SterkCity TV We are local Quality Tv Book us to the followings
0717145685
WatsApp : 0717145685

21/08/2025

•Usalikhumbula IGUNQU ? kwakuyimalini ?

21/08/2025

Akuzuhlala kunzima kuzolunga , ungowecebo lika Thixo.ZIZOJIKA IZINTO.❤️

21/08/2025

Ufuna Ukuthi NIGHT Koobani ?

21/08/2025

don't punish yourself ngePAST, zixelele ba ubungazi, ubonile, ufundile & move on.❤

  "Molo adminNdicela ukufuniswa le nkunzi evuke ingekho namhlanje apho ibivalelwe khona e Jozana '' s hoek Kgaphamadi. I...
21/08/2025



"Molo admin

Ndicela ukufuniswa le nkunzi evuke ingekho namhlanje apho ibivalelwe khona e Jozana '' s hoek Kgaphamadi. Idontsa intambo futhi inecikici eli yellow. My contacts(0689625610)."

21/08/2025

Ngoku wawusafunda nanithengiselwa ukutya okuyintoni esikolweni ngelaxesha le break?

21/08/2025

| •Yintoni le intanga zakho zinayo wena ube ungenayo?

21/08/2025

| •Lithetha ukuthini eligama "UNONZWENZWE" ?

  August waziwa njenge "Romance Awareness Month" Wena uzithatha njengomntu oROMANTIC, and for umntu uba abe romantic zin...
21/08/2025



August waziwa njenge "Romance Awareness Month"
Wena uzithatha njengomntu oROMANTIC, and for umntu uba abe romantic zintoni ekufuneka azenzile?

❤️ Advert Time ❤️Madocs Production ikhona to capture your occasion so that Ungalibali nge Memory yomgcimbi wakwakho     ...
21/08/2025

❤️ Advert Time ❤️

Madocs Production ikhona to capture your occasion so that Ungalibali nge Memory yomgcimbi wakwakho

- Wedding | - Funeral services
- Unveiling | - Imigidi
- Adverts and More

WhatsApp or contact 071-7145-685

  !!!❤️Advert Time ❤️   !!!   !!!Ungathi asikuxalelanga kudala ufuna Ingxiwa nanko ke ayafumaneka !!"Sites/stands (amanx...
21/08/2025

!!!

❤️Advert Time ❤️

!!! !!!

Ungathi asikuxalelanga kudala ufuna Ingxiwa nanko ke ayafumaneka !!

"Sites/stands (amanxiwa ) ayafumaneka apha emasimini eMasekeleng ngaphezulu call or WhatsApp le number 0685694244 for more information." Ninga whatsapp back us as well 0717145685 or inbox.

21/08/2025

Happy follow-versary to my awesome followers. Thanks for all your support! Mamzin Amo, Ncebakazi August Ncebakazi August, Nyana'ka Teba Zide, Tar Siya Mbakaza, Vuyani Sinje, Mantja Mokhoane

Address


Alerts

Be the first to know and let us send you an email when SterkCity TV posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to SterkCity TV:

Shortcuts

  • Address
  • Telephone
  • Alerts
  • Contact The Business
  • Claim ownership or report listing
  • Want your business to be the top-listed Media Company?

Share