12/09/2025
Abafundi beUniversity of Fort Hare, uquka abasebenzi beliziko kunye nabahlali baseDikeni babambe UMNGCELELE OZOLILEYO, nojoliswe kwinqununu yeliziko uProf Buhlungu. Baxhwalekile ngendlela abaphetheke ngayo yokuxhatshazwa kwabafundi nabasebenzi nguye kwakunye nebaphathi beliziko.
Osomashishini kunye nonoTaxi bathi akukhonto bayizuzayo, nto nje babona osomashishini bezinye indawo bexhamla, kanti bekufanele babengabona baxhamlayo kweliziko.
Badikwe yeyokosa bathi makayokhulisa abazukulwana kuba sele efikile nakwiminyaka yomhlala phantsi, banele nguye
Inkqubo zethu zizochaphazeleka yilemeko yenzekayo