Taxiimageonlinetv

Taxiimageonlinetv The world around us is very much influenced by social media. Taxi image TV news aims to expand
(1)

09/12/2025
08/12/2025
08/12/2025

INGQWAYI KU-UMTHATHA TAXI OWNERS ASSOCIATION UMNQWENO WABO KUKUBA ABANTU ABACHITHAKELWE LIGAZI BEPHANGELE KUTHUTHO ABANTWANA BABO BAFUMANE INKXASO BAYE KWII-DYUNIVERSIRY.

UMthatha Taxi Owners Association emva kokuthembisa ngokuxhasa iintsapho zamaxhoba athi achatshazelwa zizikhukula, nabathi babhujelwa ngabantu babo kwishishini leTaxi lombutho ukwiphulo lokuvuselela esoseithembiso, kungekho nkxaso bayifumanayo besebenzisa kwipokotho yabo ngenxa yokungafumani nkxasi nakubeni elishishini leTaxi lingathenjwanga ngenxa neligcwele ziinkathazo. Lombutho ukuthethe oku xeshikweni kubanjwe inkonzo yomthandazo yokuvala unyaka eAll Saint Hall eMthatha.

Umthatha Taxi Owners Association, Vice Chairperson Washington Nombembe uthi umbono wabo ngowokuba abantu abathe baphalalelwa ligazi kuthutho lweTaxi abantwana babo bakwazi ukuya kumaziko aphakamileyo emfundo. Bayazama ukunkqonkqoza becela inkxaso, amashishini amaninzi awayithembanga Taxi Industry ngoba igcwele ziinkathazo.

USihlalo we-Mamela Taxi Sub-Rank uMr Mbizo uthe wagqithisa umyalezo kubaqhubi nakubakhweli ukuba bahloniphane, basebenzisane kwelixesha, khonukuze bafike bephilile kwiindawo zabo zotyelelo, ngaphandle kwamagingxi-gingxi.

SANTACO Deputy Chairperson u-Mxhosa Sobazile uthi baxhasa kakhulu uMthatha Taxi Owners Association kumthandazo abanawo nanjengoko bebenawo kunyaka ophelileyo ngelixesha lonyaka, kwaye khange kubekho ngozi yenzekayo. Nakulonyaka banqwenela kwenzeke ngoloohlobo.

07/12/2025

BREAKING NEWS!!!

INGQWAYI KU-UMTHATHA TAXI OWNERS ASSOCIATION ZIKWIPHULO LOKUXHASA, IINTSAOHO EZOPHULUKENI NABANTU BAZO KUSHISHINO LWETAXİ LABO JIKELELE.

07/12/2025

BREAKING NEWS!!!

INGQWAYI KU-UMTHATHA TAXI OWNERS ASSOCIATION ZIKWIPHULO LOKUXHASA, IINTSAOHO EZOPHULUKENI NABANTU BAZO KUSHISHINO LWETAXİ LABO JIKELELE.

05/12/2025

THUTHUZELA CARE CENTRE TREATING TO CLOSE DOWN!!!

05/12/2025

I-NPA (THUTHUZELA CARE CENTRE) INDWENDWELE IRANK YONOOTAXI EMDANTSANE MALL KWA-NU 6 BECELA UKULWISANA KUNYE NONOOTAXI KWI-GBVF BASHIYA IMIBHAKO ENOFUNDWA NGABAKHWELI

Onootaxi kwi-Taxi rank kudederhu lweevenkile kwa NU 6 eMall, bathe balamkela ikhwelo lokulwisana nokuhlukunyezwa i-GBVF emva kokundwendwelwa yi-Thuthuzela Care Centre, Iigunyabantu lotshutshiso i-NPA, Isebe lempilo, Community Safety no-Liquor Board behambisa amaphepha nakubo khonukuze abakhweli bayifunde imibhalo, eshiywe kwizithuthi zabo.

Umtshutshisi u-Gugulethu Mampofu uthi oku likhwelo lokulwa iPens Down ukulwa ukuhlukunyezwa kwabantu ababhinqileyo namadoda kwiphulo le-16 days of activism ,ekwathi umntwana ongumfana uyadinga ukufundiswa ngokuphatha umntwana obhinqileyo beselula.

Zimkhitha Bula From Sexual Offences and Community Affairs Unit uthi beleliziko basondela eluntwini, nanjengoko benike imbeko kwabo bathe baphulukana nobomi babo ekuhlukunyezweni, bekwanika umkhombandlela kwabo bathe bazibhaqa berhintyelekile, neenkonzo abazenzayo.

04/12/2025

ITHEKO LIBEYI MPUMELELO KU-MTHATHA TAXI OWNERS ASSOCIATION BEVALA UNYAKA NGOMTHANDAZO!!!

MTHATHA- Njengokuba kusondele ixesha lophela konyaka umbutho wonotekisi eMpuma Koloni eMthatha ububambhe umthandazo wovalo-nyaka obizwa ngokuba yi”Closing Pray” eAll Saints Hall, ngomhla we-04 KweyoMnga 2025.

Injongo yalo mthandazo ibikubulela kuThixo kuba ekwazile ubagcina bade babelapha nanamhlanje.

Yinto eyaziwayo ukuba abona bantu abajongene nokusweleka ezindleleni ngabantu abaqhuba itekisi kunye nabaphathi babo kodwa kuthe kulemini yanamhlanje abantu betekisi bazinika ixesha lokuba babulele kuThixo njengokuba ekwazile ubakhusela bazofika ekupheleni konyaka.

Obethethela onotekisi oliSekela-Mongameli weSouth African National Taxi Council ePhondweni(SANTACO), Mxhosa Sobazile uthethe wenjenje, “Injongo zalomthandazo zizinto esidlule kuzo kwishishini leeteksi njengokuba kusaziwa ukuba bekukhe kwanzima kungevanwa, sibe sangenelela singuMthatha Taxi Association salungisa izinto njengokuba nalapha emthandezweni bekungekho SANTACO 1 no SANTACO 2 uSANTACO mnye”.

Uqhubekile ecacisa uMxhosa ukuba eyona njongo ibiphambili kulomthandazo bebezothandazela iteksi zabo njengokuba zisihla zisenyuka zisuka bethandazela nabakhweli bafiki bephilile kwindawo abaya kuzo.

Ukongeza othethe kumthandazo lowo ububanjiwe uWashington Nombembe ongusekela sihlalo eMthatha Taxi Owners Association, ugxininisile ukuba eyonanto bayinqwenelayo kukuba kusetyenzwe ngoxolo nangozinzo nanjengoko ixesha leeholide sele liqalile.

Ongusihlalo waseMamela Taxi Sub Rank aphinde abengusihlalo weSantaco ePhondweni, uLucky Mbizo njengokuba bekubanjwe lomthandazo ucele abaqhubi beteksi ukuba bahloniphe abakhweli kuze bafike bephephile kumakhaya wabo nabakhweli ngokunjalo.

Uqhubekeke esithi unqwenelela ukuba kuncediswane kuze kunyaka ka 2026 bafike bonke abantu besaphila.

゚viralfbreelsfypシ゚viral

Everyone is Included-All People, All Places, All Ways
Facebook Mentions
Mentionables

04/12/2025

INDWENDWE: DOCTOR NOKUTHULA MBEBE KWA ECTTC, MFUNDISI FALENI, JUMBO!!!!!

Everyone is Included-All People, All Places, All Ways

Address

Bizana

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Taxiimageonlinetv posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Taxiimageonlinetv:

Share