Mafumbatha News Outlet

Mafumbatha News Outlet Official Page for Mafumbatha News Outlet, This Is Bizana Made /discovered News paper

05/01/2026

Bethuna nantsi into imbi💔💔😢 yendzeke EStrand umfana uwine intombi kwindawo yentselo wahambanayo uthe xa eyivusa ntombi eksen iswelekile akukafumaneki family since 31st uguy akazi kwagama elo yhooo🙆

Kuna ngoku akukafumanekimntu omaziyo ngoba akwaziwa kwagamalakhe elo

copied

07/11/2025

That me!

Easy to cry, Easy to laugh Hard to forget, Hard to leave.💔🤧

Clinic yase ST gateway  ayikho right lento abantu yi date yabo for chronic kodwa kuyanetha ngaphandle.akho kwanto ilunga...
01/06/2025

Clinic yase ST gateway ayikho right lento abantu yi date yabo for chronic kodwa kuyanetha ngaphandle.akho kwanto ilungayo apha POOR SERVICE uvuka ngomnyama kuyafana noba udlala ngexeshakakho.
Sibalekela ko Port Edward, Shepstone because we get a better SERVICE

Address

Nikhwe
Bizana

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mafumbatha News Outlet posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share