28/11/2025
Ngomhla we 27 ka November 2025 Amaqela nemibutho elwela ukhuselo lwabantwana aye adibana e dolophini ngokuhlwa kwa yizolo eyolwela ukhuseleko lwe p**i zasekuhlalalelni nendawo ezitgi zonzakalise abantwana abancinci umzekelo ababantwana banbonzakele e enyanga kulaSanti kwakusetyenzwa kuyo ndifumene lengxelo kwaba baphathi Balandelayo
Amadoda qotho
Siyabulela solwandle
Lumkile sizila
Bonga Zamisa
Chair of Khayelitsha Safety Forum
Baye bakhanyisa amakhandlela bathoba intloko ukubonisa ukuzila benxibe nempahla ezimnyama zonke ingingqi nogobityholo bebekhona
Into ebonakalisayo kuba abaona bantu babanengxaki ye p**i ezonakalanyo nabangena ndawo yokudlala kwabantwana ne Manenburg ibiphayana I cacisa ngokuba abantwana baphetheke kakubi akhondawo zikhuselekileyo zodlala kuba kuyadutyulwana kucelwe ukuba u Maya weskixeko alungise kule 16 Days of Activisim ukuze abazali nabantwana bakhuseleke
Nantsi imifanekiso engezantsi ebonisayo
Inkqaku nemifanekiso
Khayalethu Ndolela
ABANTU