Low life

Low life Story teller London

19/05/2019

Page2
True story
Kuphela 2 weeks uSiya akasayi eSkolweni ecaleni akayekanga umalume umfuna "mtshana khumbule ekhaya ekanana" after 6months uSiya uyo(tester) kwathwa unengculaza kwaye ukhulelwe, ngenxa yongakwazi ukwamkela ulandele ekhondweni naye weza neyakhe inkedama, wonele kumbona wasuka wamshiya kwihlathi laseMonti (buffalo park). Utatu'Thole lixhego elaliphila ngocholachola oku kulahlwayo ukutya, loothuswa sisikhalo somntwana wamthatha wamthiya igama (tyhilo-tyhilo). Iminyaka ikhawulezile uTyhilo-tyhilo wenza grade6 ukhulele kuThole besitya okokutya kudala kuza noThole, eskolweni uTyhilo-tyhilo ebezigqibela emamele kanti sekobude ubuthongo, ooMiss bayiqaphele lento bathumela onontlalontle kwaThole, bafika ezinxilele uThole kodwa akalibali uqale agumbele unyana wakhe into etyiwayo. Bafika onontlalontle balibona eligali ikathole ingathi yindlu yehagu, phamkwendlu ngamanzi kuyacaca ukuba kwagqabhuka station seToilet kudala, ayindala nale fish bayityayo, bathukisa onontlalontle "selfish maan tatandini futhi awuna care" bamthatha uTyhilo-tyhilo bamsa(children's home) uThole engayekanga ufuna usana lwakhe, wathi "tyhilo-tyhilo ukhumbule this is your home"

Iyaqhubeka....
Like & share

19/05/2019

Page2
True story
Kuphela 2 weeks uSiya akasayi eSkolweni ecaleni akayekanga umalume umfuna "mtshana khumbule ekhaya ekanana" after 6months uSiya uyo(tester) kwathwa unengculaza kwaye ukhulelwe, ngenxa yongakwazi ukwamkela ulandele ekhondweni naye weza neyakhe inkedama, wonele kumbona wasuka wamshiya kwihlathi laseMonti (buffalo park). Utatu'Thole lixhego elaliphila ngocholachola oku kulahlwayo ukuya, loothuswa sisikhalo somntwana wamthatha wamthiya igama (tyhilo-tyhilo). Iminyaka ikhawulezile uTyhilo-tyhilo wenza grade6 ukhulule kuThole besitya ezozinto zindala ziza noThole, eskolweni uTyhilo-tyhilo ebezigqibela emamele kanti sekobude ubuthongo, ooMiss bayilandelele lento bathumela onontlalontle kwaThole, bafika ezinxilele uThole kodwa akalibali uqale agumbele unyana wakhe into etyiwayo. Bafika onontlalontle balibona eligali ikathole ingathi yindlu yehagu, phamkwendlu ngamanzi kuyacaca ukuba kwagqabhuka station seToilet ayindala nale fish bayityayo, bathukisa onontlalontle "selfish maan tatandini futhi awuna care" bamthatha uTyhilo-tyhilo bamsa(children's home) uThole engayekanga ufuna usana lwakhe, wathi "tyhilo-tyhilo ukhumbule this is your home"

18/05/2019

Page1
True story

Igama ebengu Siya nickname nguMdumisa, ukhulele eMonti kwanye yeLokishi ezinobundlobongela zaseMonti (Ziphunzana).Une(scar) ebusweni wasifumana kwingozi yemoto abazali basweleka kulongozi kwasheka yena she was 10yrs, wakhulela ku(uncle)esoloko emfida ngeBible. Akampasa kakuhle grade12 wakhe, watsho uncle wamfunela Res eFort hare wamnika Bible wathi "Siya, ngeemini zembandezelo uzundikhumbule". Wenze kakuhle 1st year intombi yenza inursing coz ine(care). Second year ngeholide kukhalwa nge pens down bamqhatha o'tshomie kuba klk uSiya ebeyintombi yecawa ezithandela ufuna kaloku iitshomie ngoDyakalashe kakade. Bafika kulo California (Oxford str, eMonti) wonke umntu apha utshaya esela kuye lowo ngumbono weSodom neGomora ngenxa yomculo okhalela phezulu wacela uphuma phandle ayobethwa ngumoya, utshomie wafumana ichance yokwenza okukhulu ungcola wamgalelela drug kule drink ebeyisela. Urhabule kakanye wanxila wathi umngane "masikhulule tshomie". Kusasa akazi kwenzekeni kodwa umzimba udubekile xa eziqwalasela uphuma igazi ngaphantsi bamqhatha o'tshomie ngelithi ukwi periods, by time goes on she notice ikhona lento bayihleka-beyijonge kule phone xa ejonga yiVideo yakhe yeporn eleli namadoda alishumi. Waqala wothuka woyika ugoduka ezibuza "yipunish lena my God" yabe ingayekanga ivideo uduma yade yafikelela Ku uncle wothuka😲 "Siya ubundithembise ngempucuko ngoku undibulela ngelize"

Iyaqhubeka...
Like n share

Address

Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Low life posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category