Ubomi buka nkanyezi

Ubomi buka nkanyezi ..kwakutheni mama?💔😭

22/10/2024

.ndibuyile❤️🥺

..lichumise and her friendsunxibe ilokhwe e black
08/07/2024

..lichumise and her friends
unxibe ilokhwe e black

.sir smith's haircut
08/07/2024

.sir smith's haircut

08/07/2024

.ndizonqaba kancinci ke guys I phone yam iyageza😭💔

Lizelwande
05/07/2024

Lizelwande

.nkanyezi
05/07/2024

.nkanyezi

05/07/2024

Insert 5

lichumise's pov
kuphele iveki ndihlel ko sinako and besendimbona ba yho udikiwe sana so namhlanje ku Saturday ndicinga ngo hamba ndiqhibele nini ukuya eskolwen yho umama uzabe ethetha into engapheliyo.khathi ndiphakame
sinako: bby uyaphi ngk uyandigodolisa
mna:ndiyovasa haibo kusemini moc and kudala silele
sinako:yho ouk sundshiya ndfuna uvasa nawe
mna:😳😳
sinako: please 🥺🥺
mna:ouk ke(bendiyaz wethu ba iy1 into ayfunayo and yile angazoyfumana)sinako:(bendfun umntu wam mna 2 days endivimba hai ngeke nangona endidikile nje andaz uhamba nini)
mna:(siye sangena e bhafini ke sabe sivasana imiqolo then jiki jiki sijongene wasondela saphuzana yena akafun kuyeka ndabe ndizama umsusa wasuka wehla ngomqala enako nokundiluma ndaziva ndiphemfumla kamandi yena ephefumlela phezulu
mna:bbe pls cela undyeke andikho se mood...
(khange ndigqibe wandphuza ke ndaqonda hai ndi weak ngk nm ndamyeka ke hai enye yayi history but we did 2 rounds ndaphakama ndayonxiba ndabe ndimxelela ba ndiyagoduka namhlanje
mna:bby ndiyahamba namhlanje
sinako:haibo for ntn ngk bbe (yes)
mna:nha umama wam uyandkhumbula and utata uzandithethisa so ndiyahamba but ndophinda ndibuye
sinako:ouk bby but I will mic you😭
mna:phola bby ndobuya nje
sinako:ouk(yes yes yes)

nkanyezi's pov
iphelile iveki and lipholile inxeba lam phof alikapholi qha lingcono ndive ikhala I phone yam ibingu lize
lize:hey eff
mna:mnge
lize:unjan namhlanje hope liyaphela inxeba lakho
mna:ewe chommie liyaphola ndyakukhumbula mna ndzee
lize:nam nje and namhlanje siyaphuma ndifuna siye e clubin
mna:yho chommie ufuna ndibethwe nha hai andizokwaz xeim
lize:jonga cela k*malume wakho ba ufuna uzolala apha endlini then mna ndizokthatha
mna:yho if uzavuma ke sizoya kweyiphi I club bcz ndobe ndyaqala uphuma
lize:ndfuna siye e river side kuthiwa zizobe zisiwa pha so siya pha
mna:ouk ke sophinda sthethe
lize: chommie ndinendaba nje haibo
mna:yho thetha shlobo xolo
lize:u Mr Smith eff🙈🙈
mna:thetha eff

Kwakuthen mama💔

03/07/2024

Insert 4

nkanyezi's pov
ndiye ndafika endlini umakazi ehleli e front ndabulisa
mna:molo mkz
mkz:👀
ndiye ndaya e room.in yam ndithe xa ndibeka ubhaka ndava ngemvubu emqolo xa ndijika ngu mkz
mkz:usukaphi nkanyezi unamadoda ngk wea thetha usukaphi (engamanga endibetha)
mna:(ndikhala)makazi ndisuka esikolweni qha ndiye ndahamba ngenyawo since...(khange ndigqibe nothetha ndava ngenduku entloko endingayazi noba isukaphi kwacima izibane k*m)
mkz:(ndiye ndabetha unkanyezi nge nduku kamalume wakhe caba wayeyibeke ngoko e room.in ka kanyezi uvele wawa phantsi ndaqala ukoyika)
mkz:nkanyezi!! phakama apha sube uzenzisa
mna:ndabe ndimvela kude......

Bongeka's pov
ndiye ndabetha unkanyezi ke ndayitsho intonga entloko wawa phantsi bendisoyika qha bendingafun andbone ba ndoyika ndiye ndamphakamisa wabe egxiza igazi kulandawo bendimbethe kuyo ndambeka ebhedini ndabaleka ndaya e khitshini ndathatha isiqede ndabuyela kuye ndambeka entloko ndamjijela I bhandetshi ndamshiya pha

Bongile's pov
molweni ndingu Bongile inoba seniyandaz ba ndingu malume ka nkanyezi umakazi wakhe umngcolele ndiye ndingakwaz nomthethelela ke kuba ndicenge uhlala no bongeka bendibuya emsebenzini ndithe xa ndifika ubongeka uhleli e front unegazi ndivele ndayqonda uba ebe betha u nkanyezi
mna:bongeka umbulele umntana kasisi
bongeka:inoba uphambene ndibukeka njengombulali mna mxm khasuke phambi kobuso bam
mna:ndiye ndabaleka ndaya e room.in ka nkanyezi xa ndifika umntana ka sisi udumbile unezivubeko nje emzimbeni ndiye ndamjonga zazehlela inyembezi(bendizithethela)ketana andiythandi lento yenziwa ngulomfaz(ndava ngelizi)
nkanyezi:pho why ungayilweli malume oko wathula ndiyasola inoba umkz ukutyele iyeza loba ubesisimumu sakhe
mna:mntanam ndyazama sude uthethe kanje nm noko ndimdala nakunawe yini
nkanyezi:kungoba ndizathini malume uthulile marn(ndikhala)ndijonge malume xa ndinje ngathi awukho uthi ndiythin lento hai inoba nezinyanya zasekhaya zikuflathele andifuni ungatsho kubuhlungu xeim........

03/07/2024

.ndiqhubeke?❤️🥺

02/07/2024

Insert 3

Bongeka's pov

Molweni ndingu bongeka mabhongo ndinomyeni nomntana oy1 kubekho nomthakathana womntana andimfun wethundyaxoka pha ku nkanyezi uba umamakhe wamshiya ndameba esibhedlele ogqiba ndabulala umamakhe so that angazokwaz umthathandibuya emsebenzini ndidiniwe ndifuna ukutyamna:nkanyezi! nkanyezi uphi nalomntana xa ndijonga ixesha kungo4 uzayxela ba usukaphi ndombonisa unyoko ke namhlanje

nyezi's pov
siye saphuma iskolo bendifuna uhamba ngenyawo marn ndathi ku lize makakhwele yena enye into bendinemali yokugqibela bendiybekela nangomc kuba ndingena morning classeslize: chommie ndfun uhamba nawe nje
mna:hai mnge ndoba right ndfun ukhe ndipholise ingqondo ndizihambele peaceful enkosi chommie ungahamba
lize:since usithi ufuna upholisa ingqondo ndyakuva ouk bye nantsi imoto ndakthanda ke var
mna: ndakthanda nm ndzee
uye wahamba ke ndaqhubeka ngendlela yam ndamamela earphones zam kwathi gqi I BMW e black yabe I drop.iwe ndabe ndingaynakanga ke yamisa ndaqhubeka nendlela yam mna
guy:molo sisi cela ume torho ndifuna ubuza
mna:hai wethu baninzi abantu bobuza apha phandle why uzave uze k*m
guy:sendibone wea nje mna xolo if ikhona into endiyenze wrong
mna:ouk buza ke uthinguy:cela usondela andfun ukhwaza
mna:hee ndasondela thetha keguy:ouk cela buza ngubani I gama lalentokazi intle kangakamna:kude kubengathi ikhona into ofuna uybuza e important ndingu nkanyezi wea
guy:ndingu yandisa mna enkosi cela ukhwele ndikuse kulendawo uya kuyo
mna:no ndi right enkosindahamba
yandisa:noba yilonumber ke
mna:ndayitsho ndihamba 069......yandisa:enkosimna sure ndithe xa ndijonga ixesha yhu ngu4 ndaze ndabethwa ndiye ndakhaleza ke apha endlelen

lichumise's pov
ndithe xa kuphuma iskolo ndahamba ndaya k*mntu wam ohlala emagaleni ndinaso isitixo sendlu yakhe ndifike engekho ndavula ndamlinda ngk ndimlindileyo ndiye ndyapheka ndiqonda uba ndilambile ndava nge call ka mama yhu I wonder🙄

Call....

mna:mhaa
mama:mntanam awuzobuya
mna:ewe
mama:andaz uthen engakabuyi ke lo ungu nkanyezi angakulinge andiqhele ndifuna umbetha namhlanje ophuke ithambo
mna:hai mama khandyeke ubundifoun.ela for lento uythethayo mxm
Call end...
kwakuthen mama😭💔

02/07/2024

Insert 2

Lize's pov
siyo sela amandi ke
mna:hai chommie uzaba right yonke into ezaba right kubengathi zange kwakho nto ib'hlungu kanje okanye enzima elihlobo
nyezi: enkosi mhlobo wam masambe siye e class insahamba ke u nyezi waxolisa ku sir ngoba simtyele ixesha wathi ouk hlalani phantsi

nyezi's pov
bekub'hlungu marn andaz kuvele kwathin bcz ndithe ndisokwanga umis wam kwave kwangathi ndik*mama wam.klk umama andimaz uthi makaz ndalahlwa ngumama endlelen wandichola yena wabe engaziwa noba wayaphi emvakoko u tata wasweleka yena noko bendimazi. As ba besise class.ini uye wathi u sir masikhuphe incwadi

Mr smith's pov
hey guys ndingu Jardine Smith ndina 23 ichommie yam iy1 ngu sanele.ndiyi owner kwi club eziy2 ndihlala no mama wam ongu Zameka Smith no tata wam ongu Bongile smith ndim ndodwa kubazali bam but sihlala ne cousin sister yam engu Liyabona Ntloko una 17 back to the storyouk ndibiziwe kwesiskolo since u mis Doyi ehamba kwathiwa bakube kuzobambisa mna as I tishala yabo.ndingene ke kwesiskolo ndiye kwi office ndibuliswe ndiboniswe I class endihambele kuyo endlelen kuthi gqi lomntana unxibe izinto ezifutshane abe ezondi seduce ndingamhoyindingene ke wabe u mis Doyi endikhomba ndibulise ke bayakhala abanye omnye waphakama wayokwanga umis wakhe wakhala ngokungathi usezintlungwini ndaziva ndib'hlungu ngaphakathi bacela uyosela amanzi kebabuya ndabe ndibhala classwork ebhodini babhala ke

chumise's pov
hey ndingu lichumise ndihlala nabazal bam bobabini ne cousin sister yam siyalingana ke umama ufuna ndihambe ezinyawen zakhe bcz akamthandi u nkanyezi andaz why keas ba bendseskolwen ndiva kungxolwa kuthiwa kukhona I sir entsha apha.ndiye ndaya kwi toilet ndabuya xa ndibuya gqi ngaye yhu umhle uyi hunk sana ndaqonda uyaxoka ngowam yena ndaya pha kuye ndabulisa qha use akandihoya wahamba I think ebengena kwi class ka nkanyezi😭😭
ndahamba ke

Kwakuthen mama

01/07/2024

Insert 1
as ba besikwi assembly kwathandazwa ke saya ezi klasini.kukhona e group yamantombazana bane beaf nam san ndithe ndisazihlelele e desiken yam ndava sekuthiwa

girl1:hey wea mdakashana ndini
Class(ha ha ha )
mna:jonga chommie andikho semdleni wakho nhe so pls cela uyeke undiqala(ndiphakama)
girl2:not so fast jonga apha wea suqhela sucinga sizova ngawe apha inye into besizoycela no infact sizokuxelela
mna:mxm khasuke endlelen yam ndabe ndiyohlala endawen ye chommie yam and ebengekho andaz noba ebeyephi
lize:yhu eff izobona
mna:inton ubuphi khona
lize:yiza marn uyathanda ke wea masambe
mna:Hai marn if kungene imis singekho yinto esinoythetha naban lonto
lize:masambe marn please🥺🥺
mna:yho ouk ke masambe khona yintn le uyondibonisa yona
lize:jonga chommie la tishara ifikayo ayisentle marn yhu ha.a ngendisiva noba uzofundisa thina
mna:really bra kanti ubuzondibonisa ububhanxa mxm wea masambe nankuyana u ma'am engena e klasini
sangena sahlala phantsi wabe ebulisa u mis
mis:good morning klas
class:good morning ma'am
mis:ninjani
class:siyaphila mis unjan wea
mis:andikho right mna guys I'm no longer your teacher now so ndizonazisa ngo Mr Jardine Smith🫴engena emnyango yabe ingulatishara ebendibonisa yena u lize sana engasencume owam u mngan sanamis:so guys nguye ozoni teacher I maths
Mr smith:molweni class
class*molo sirandfun ungatsho xeim I voice yakhe ibihambelana ne body shape yakhe
wabe u mis ekhala ndaphakama kermna ndaya kuye ndafika ndamanga kwave kwavuka intlungu yam ndazibona sendikhala nam kwabe kungathi ndanga umama wam nangona ndingamazi
mis:xolo sisi sukhala nam andifun ukunishiya kodwa kunyanzelekile ndihambile mntanam kuzolunga
mna:Okey mis

Lize's pov
molweni makwethu ndingu Lizelwande mngxozana ndihlala no Tata wam Bongile mngxozana no mama wam Nopinki mngxozana batshayile le u Tata no mama ekhaya akukho rich akukho poor oh as ba bendibona u nkanyezi ekhala ndiyayaz intlungu yakhe ndaphakama ndaya kuye ndathi masambe uyosela....

Address

Mthatha
Coega

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ubomi buka nkanyezi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share