29/01/2016
ngk ngxama ibeat ndayfadala/bheta mama-tata ndazdalela/bokhe fike pa k*m ngorhatya fike ndime emnya phet umgqala/ndikhohlakel nobasendikwazi ndakkhuthuza ndingumoni/sebenza ngobusku im lik iBaygon tsutsuza ndiy enemy yengongconi/
xa ndiza phambkwakho ubobaleka coz ubona nje iDimoni