08/09/2026
Wamkelekile kwi Mid Morning no Miss Khanya Kay Stemele usimamele uphi namhlanje?
Umxholo: UKUCWANGCISA UKUBELEKA: Ngaba indlela oyisebenzisayo yokuthintela ukukhulelwa iyahambelana nendlela ophila ngayo?
Umbuzo kuwe mphulaphuli:
Xa ukhetha indlela yokuthintela ukukhulelwa, yintoni ebaluleke kakhulu kuwe ukuba isebenze kakuhle, okanye ukuba ibe lula ukuyisebenzisa kwaye ihambelane nendlela ophila ngayo?
Kwaye namhlanje sijonga ne-loop (IUD):
I-loop ayikho 100% ngaba abantu bayayazi into yokuba umntu angakhulelwa nangona esebenzisa i-loop ingaba uke wakhulelwa okanye wazi umntu oye wakhulelelwa esebenzisa iloop?
yabelana nathi ngoluvo lwakho ku whatsapp 065 884 7332
sitsalele umnxeba ku 0420110153