14/09/2026
Indoda esebenza esibhedlela yase South Africa ibonwe Kwi- video etrendayo idanisa ngenxa yokubakho kweziguli ezimbalwa esibhedlela,ithi lendoda abantu base South Africa abaguli kakhulu lonto ilenza libelincinci inani labantu base South Africa abangena esibhedlela.
Ithi lendoda ibulela kwi March to March ngohambisa abantu bangaphandle eSouth Africa,ithi abantu bangaphandle ngabona bagula kakhulu kwaye bagcwalisa izibhedlela zase South Africa ngendlela exakileyo.
YEHHENI!!!! ibidansa ize ishonephansi lensizwa.