18/09/2026
wake wahlala phantsi wehlelwa zinyembezi esithubeni ,ukhale xa ubuzwa isizathu ungabinampendulo,uncume ngalo lonke ixesha and pretend as if everything is okay what life has showed me is that in every decision y wanna make make sure y choose yourself ngoba ungamkhetha umntu ucinge uba uzokuthanda ngoluhlobo umbunise ngalo uthanda kanti umntu uzokuthufela ngolo thando lwakho akubonise ezona true colors zakhe ,abantu phandl'apha abasathethisani nabazali kunzima nokubuyela emakwabo ngoba bakhetha abantu ababecingba bayabathanda ,from now on I'm not sure who is going to read this post but uba ifikelele kuwe ungaze wenze into just for uku impress.a someone do it for your self for your own future andithi yeka ukuthanda abantu but izigqibo ozenzayo zizo ezizokubonisa ikamva lakho ,i know that nabanye abazali banalo igalelo kwi ndlela esiziphatha ngazo but ungaze uvumele indlela okhuliswe ngayo okanye abantu abakuphatha ngayo itshintshe ubuwena from now on love yourself accept isimo okuso cs god had a perpose ngoku wayekubeka kulendawo okuyo imbeko nokuziphatha kakhle ayonto onovele uyikhe emthini yinto ozalwa nayo y must first respect yourself uzokwazi uhlanipha nabanye abantu ,our lives depend on desicions we make learn to forgive and forget.🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹🥹❗️😌