Ubomi kanti bunje

Ubomi kanti bunje Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ubomi kanti bunje, Media, 3365, East London.

29/07/2024

Ukundiyeka kwakhe ndihambe ndihlala ngoba andisafunwa nakulondlu ndandihlala kuyo guys ......yooo guys aniyaz into,😪

31/05/2024

Molweni

20/01/2024

Ndibuyile❤❤❤❤

20/01/2024

Endlin kungrkhonto Intle nam sendicenga ndaw ...waqhubeka wandlongondlongo ngenye min ndaqonda no mandiphume kulomntu kwakunzima😭😭😭😭

Ndandihamb ndimzimela till wandiyeka

25/05/2023

Sahamba sagoduka.... Wathatha la100 waykrazula the sagosuka

Wandifunela umsebenzi ndaphangela kwi whites... Ohk every dae uyondithatha bt nda notica tht ikhona into e off pha kuye bt ddnt knw yinton... Utya kakhulu yonke into uyaybaxa.... Kanti umntu utshaya ipilisi guys thts why enodlame😭😭😭😭😭😭ndawyeka nalomsebenzi ngoba kuthwa lala nalamlungu yoooo hay aphala amathemba

22/05/2023

Hey bbes nzobhala ngo 8 vha..... ❤️

15/05/2023

Ndavuka ndaqoqosha like thsese nothing happened... Wavuka naye waphangela xa e fika wacela uxolo fine.... So kukho omnye u sisi ohlala kwez flats wathi k*m Anathi khona ndaw efuna umntu ye fish n chips yooo ndingesa vuyi bethuna..... Ndaya ke ndasebenza ndamxelela tht ndifumene umsebenzi wabuza phi cela uzobona xa ephuma nyan waza..... Wafika wavula amacango bothuka abantu waza k*m wath yile s**t le uth uphangela kuyo bengesoyiki amapakistan..... Ndavele ndanikwa mali yam yosuku kwathwa nzofwnelwa kanti kuphela komsebenzi😭💔

12/05/2023

Sorry guys bendingena fwn nd umntu endihlala naye unomona ngo loggisa.... Nzobhata late nakanjan love u all❤️❤️❤️❤️❤️

18/04/2023

Ndyabuya

16/04/2023

Wandithandsa umfana wafuna sihlale sobabini... Waqala uba nezinto ezi funny ngombalisela nxak yam.. Ebetha if ndya eshop uyandilangela if ndifumana umsebenzi uyays athi mandiphume ndizomjongisa... Ndancekelela for 2 yrs.... Wandifaka iring... Ndabe ndimazi ungumntu onjani remember ndilele wandigalela ngamanzi absndayo nje😥

Ndamxolela kuba ndingena choice..😭

16/04/2023

Ndayeke ndabizwa ngu mntana we sister walo mama eKapa ke.... Ndaya ndabe ndizohla nomntana wakhe omncinci... Ndehla ke yoooo yandithin intombi ndimithi ndinjalo.... Ndabeleka ndabuya ke mntansa oyi gal...

Ndajola ke nobhuti owayemhlophe ndicingba uyandithanda yoooo kanti ndisentweni😒

31/03/2023

Ndahlala ndililolo ndinjalo ke..... Ey amadoda😒

Address

3365
East London
5201

Telephone

0788867533

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ubomi kanti bunje posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category