A GORG

A GORG Digital creator

29/10/2024

"Babe why undijonga kanje undenza shy🥲"

"Theth'ba awumva lo mfinya"

09/04/2024

Anisathanga cwaka caba nithathelwe u free mode .

02/04/2024

nathi cwaka , caba nikhangela izhlangu zeskolo .

02/04/2024

hazba ndayisaphi iUniform yam smakade.😭

01/04/2024

uzuqonda ndiyathandwa ndi founelwa nange airtime ye R2 .😭

01/04/2024

i dont like kids , kwa aba basekhaya ndibathanda kuba kunyanzelekile .😩

01/04/2024

why nonke ni single after weekend enkulu ?😩

01/04/2024

ndithini ungam cheat.eli umntu ondiphendula after 3days .😭

01/04/2024

umntu xa emhle ngase abaphathe kakhle nabanye abantu .

01/04/2024

besingeno vula ngala 09 ka Mark na kalok netitsha ziya facebook.a bethuna.😔

01/04/2024

8 days left uMark ashay'iwey zakhe .🥱

31/03/2024

'lo ndinaye ngoku upostwa nangu bhuti athi , aw ilekese zika nomdii .'

Address

Mdantsane 202
East London

Telephone

+27634275227

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when A GORG posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share