Ilisolezwe

Ilisolezwe Iphephandaba lesiXhosa elasungulwa koka-2015 liphuma rhoqo ngooLwezine eMpuma Koloni. | https://linktr.ee/ilisolezwe | Iintengiso: [email protected]

Ugalelekile eMexico uMama Joy! πŸ‡²πŸ‡½Umlandeli omkhulu odumileyo uMama Joy ufikile eMexico ukuza kuxhasa aBafana Bafana kwiN...
11/06/2026

Ugalelekile eMexico uMama Joy! πŸ‡²πŸ‡½

Umlandeli omkhulu odumileyo uMama Joy ufikile eMexico ukuza kuxhasa aBafana Bafana kwiNdebe yeHlabathi.

11/06/2026

Isukile! πŸ”₯πŸ‡ΏπŸ‡¦

Uhambo laBafana Bafana lubakhokelele kweli nqanaba. UMzantsi Afrika uza kudibana neMexico namhlanje kumdlalo ovula iNdebe yeHlabathi yalo nyaka.



πŸŽ₯ Bafana Bafana

Ide yafika imini ekudala kuliliselwa ngayo! Emva kweshumi elinesihlanu leminyaka kwenzeka isiganeko eFNB Stadium, amazwe...
11/06/2026

Ide yafika imini ekudala kuliliselwa ngayo! Emva kweshumi elinesihlanu leminyaka kwenzeka isiganeko eFNB Stadium, amazwe amabini aza kuphinda okwenzeka ngonyaka ka2010 kanye ngalo mhla weshumi elinanye.πŸ‡ΏπŸ‡¦βš½πŸ˜ƒ

Ifikile imini ebikade ixelwa

ISebe lezeKhaya liqinisekisile ukuba abantu baseNigeria abangamakhulu amabini anamashumi amathandathu anesibhozo (268) a...
10/06/2026

ISebe lezeKhaya liqinisekisile ukuba abantu baseNigeria abangamakhulu amabini anamashumi amathandathu anesibhozo (268) abahamba ngobusuku banamhlanje bebehleli eMzantsi Afrika ngokungekho mthethweni.

Iqela lokuqala (270) lihamba ebusuku namhlanje ukubuyela ekhaya eNigeria.

10/06/2026

BUKELA | Abasemagunyeni bafumene umntu wasemzini ohlala kwisikhululo sombane.

Abemi baseNigeria abangaphezu kwamakhulu amabini (270) baza kushiya uMzantsi Afrika ngokuhlwanje emva kwemingcelele eqat...
10/06/2026

Abemi baseNigeria abangaphezu kwamakhulu amabini (270) baza kushiya uMzantsi Afrika ngokuhlwanje emva kwemingcelele eqatseleyo echasene nabaphambukeli abangekho mthethweni kweli lizwe.

Abantu baseNigeria abangaphezu kwamakhulu amabini bayemka eMzantsi Afrika.

"Abazali ze bathandazele abantwana esuthwini ukuze babuye bephila kungabikho zingxwelerha kweli tyeli. Amadoda makaqinis...
10/06/2026

"Abazali ze bathandazele abantwana esuthwini ukuze babuye bephila kungabikho zingxwelerha kweli tyeli. Amadoda makaqiniseke ukuba akayi esuthwini nezinto eziza kunxilisa abantwana. Mawohlukane nokusa ezinto kuba zenza abantwana basweleke babe bengabulawa lisiko bebulawa ziziyobisi abaziphathelwa ngaphandle," utshilo uWilliams.

UWilliams ucelela amakhwenkwe aya esuthwini imithandazo.

"Siza kwenziwa isibhengezo malunga nomqeqeshi omtsha. Okwangoku sisagqibezela amalungiselelo wesizini ezayo," utshilo uJ...
10/06/2026

"Siza kwenziwa isibhengezo malunga nomqeqeshi omtsha. Okwangoku sisagqibezela amalungiselelo wesizini ezayo," utshilo uJessica phambi kokuncoma umsebenzi owenziwe nguKaze noBen Youssef"

Kuphehlelelwe isiqendu sesithathu seToyota Cup

Address

1 Cavendish Road, Vincent
East London
5247

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 08:00 - 16:30
Wednesday 08:00 - 16:30
Thursday 08:00 - 16:30
Friday 09:00 - 17:00

Telephone

043 721 1547

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ilisolezwe posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Ilisolezwe:

Share

Category