06/02/2026
IINDABA | π―
Abarhanelwa ekukholeleka ukuba ngabaxhwili abanxulumene namatyala ase-Izele, Ndevana, Dimbaza naseZwelitsha, barhangqelwe eQonce phantsi komkhankaso we-Hawks kunye ne-SAPS TRT. Omnye wavulela ngenkanunu waza wadutyulwa wafa, ngethuba abanye ababini bebanjiwe.
LINK IN COMMENTS π