Amabali amafutshane ngobom bam

Amabali amafutshane ngobom bam Life unzima 😥🤧

29/03/2026

Last year January ndamitha kuye kwathi ngo March kwa last year saphuma Isisu ndine 3 mouth ndahlaba bt ndiye ndamitha ngo June last year bekufanele ndiyabeleka this month nge 26 bt ngo Feb ndiye ndaya Sbhedlele ndafakwa kumachines kwathwa umntanam intliziyo ibetha kancici kwafuneka ndiyobelekiswa nge operation nge 27 Feb 2026 ngo 03:48am yavela I boy yam I weight yakhe ingu 2kg bt after ixesha ndibelekile wasweleka kwangolomin 😭😭😭😭💔🕊️ ndahlala Sbhedlele 2weeks yonke after that ndiphuma ndingena e high risk pressure yam iphezulu kunzima unjonga kumnyama emehlwen 😭😭uthixo kuthwa ebekhona kodwa wavuma ngomntanam ba andishiye ngolohlobo sendimbonile ndithi ngesuke wathatha mna 😭😭 umntanam aphile ntliziyo yam ibuhlungu

Akumnandi here guy niphi ndilapha garage
04/11/2025

Akumnandi here guy niphi ndilapha garage

Bby ndiyajika ngk kunje ndleleni phofu nditye Mali yokuza 🤞😅😅😅🤭
04/11/2025

Bby ndiyajika ngk kunje ndleleni phofu nditye Mali yokuza 🤞😅😅😅🤭

Emtholampilo ku empty kamnandi kesana Ow abadlezana san
04/11/2025

Emtholampilo ku empty kamnandi kesana
Ow abadlezana san

04/11/2025

Xa ingekafiki imeko yomnye umntu kuwe suthetha thula ubone isibhanxa be careful

Send a message to learn more

16/07/2025

😭😭ndizobalisa ngebali lokhula kwam ndihlukunhezwa zo chomy eya phela indifaka intwala zehagu

06/05/2025

Bunzima ubom kodwa esendim lo uphemfulo usadibene nenyama

Kukho min ithin ndise Monti ndafuman massage apha Ku ithi "noba ndingazama asoze ndiphumelele kwaye asoze nditshate ndibenabantwana"phofuna ngelaxesha ndikhngela umsebenzi kunzima endifak nabo bayabizwa baphangele phofu ke that time ndine Matric aba ndifaka nabo abanye babo abanayo kwa Matric😥then baqhubeka ubom akwabinanto phofu kwaqala kwalehlela File yam eskolwen kulanyaka wam we Matric yayovela sekudala andanaka

Kwahamba iminyaka ndizicenga phofu kunamaxesha xandizicinga ezonto ndivele ndibenomsindo endingawaziyo ingase ndilile kakhulu bendizama xaim ekhaya ngayo yonke into endiyifunayo kukho lemin ndandicinga uzibulala ngayo ngezikamdali akwenzeka

Ndicela ni reacts ndizoqhuba😥😥😥🤧

Address

East London
5209

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Amabali amafutshane ngobom bam posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share