Gansbaai Masakhane Media

Gansbaai Masakhane Media NEWS

Umsebenzi  oneminyaka 41 we Kynsana Local Municipality ubanjiwe namhlanje.Kuthiwa phakathi kwa September 2019 no Novembe...
04/06/2025

Umsebenzi oneminyaka 41 we Kynsana Local Municipality ubanjiwe namhlanje.
Kuthiwa phakathi kwa September 2019 no November 2021 umrhanelwa uye wabhatalisa abantu ababini imali engange R37 500.00 ukuze abantu bafumane umsebenzi e Knysna Municipality.
Umntu wokuqala uye wabhatala imali engange R30 000 waze owesibini wabhatala R7500 Kuba befuna imisebenzi. Bonke aba bantu abakazange wafumana lo msebenzi.

  Udlwengulwe waze wahlatywa amanxeba alishumi elinanye nathe amosela uAlungile Mvinjelwa kwilali yakuNgxambani phantsi ...
16/05/2025



Udlwengulwe waze wahlatywa amanxeba alishumi elinanye nathe amosela uAlungile Mvinjelwa kwilali yakuNgxambani phantsi kweBuhlanyanga eLusikisiki.

Umrhanelwa ogama lingu Enele Ncokose (Owaziwa ngo Poyi) uvele kwinkundla kaMantyi eLusikisiki ngolwesibini ngezityholo zokudlwengula, akugqiba axhaxhe abulale uAlungile Mvinjelwa oneminyaka engamashumi mabini anesixhenxe ubudala. Ukanti ingxelo ithi ivukuvuku ebelingafuni kulahlwa ligqibe kwelokuba lizithathele ngonya lakugqiba lambulala umntwana wakwa Mvinjelwa.

Kulindeleke avele kwakhona kwinkundla ka Mantyi eLusikisiki ngomhla wamashumi mabini anethoba kule nyanga siyimiyo (29 May 2025).

Grandmother Reportedly Brings 6 Live Chickens To School As to pay school Fees After Her Grand kids both were Sent Home💔🥹
15/05/2025

Grandmother Reportedly Brings 6 Live Chickens To School As to pay school Fees After Her Grand kids both were Sent Home💔🥹

14/05/2025

Indoda edlwengule intombazana eneminyaka eyi 11 .icela Uphuma nge bail

08/05/2025

Baphi OoDriver??

Intercape is hiring coach drivers!

📍In South Africa and Southern Africa!

Dates to drop off your CV: 8 - 31 MAY 2025

Drop Off your CV at the below mentioned depots or email your CV to [email protected]

BOTSWANA
08:00 to 16:00
Intercape Offices at Kudu Shell Service Station, Queens Road, Gaborone.

MAPUTO
08:00 to 16:00
Intercape Offices at 25 de Setembro nr 1129 r/c

NAMIBIA
08:00 to 16:00
Intercape Offices Opposite Palm Trees Park, TransNamib, Bahnhof Street

UPINGTON
08:00 to 16:00
Intercape Offices at 2 Lutz Street Upington

CAPE TOWN
08:00 to 16:00
Intercape Offices at the Corner of Morris and Montreal Street, Airport Industrial, Cape Town.

MTHATHA
08:00 to 16:00
Intercape Offices at Ludidi Building, Madeira Street, Mthatha

EAST LONDON
08:00 to 16:00
Intercape Offices at Windmill Office Park, Moore Street, Beach Front, East London

BLOEMFONTEIN
08:00 to 16:00
Intercape Durban Depot, 21 Mill Street, Hamilton, Bloemfontein

GQEBERHA (Port Elizabeth)
09:00 to 16:00
Intercape Gqeberha (PE), 7 Lockhead Street, Walmer, Gqeberha (PE)

PRETORIA
08:00 to 16:00
Intercape Offices at Bosman Station, Intercape Pretoria West Depot, and Johannesburg Park Station.
OR
Intercape Pretoria Depot at Cnr Staal and Research Road, Pretoria West

DURBAN
08:00 to 16:00
Intercape Durban Depot, 60 Electron Road, Springfield Park, Durban

MOSSELBAAI
09:00 to 16:00
Intercape Mosselbaai Depot at Smith Street, 2 Voorbaai, Mosselbaai, Garden Route

If you’re a South African citizen, in possession of a valid RSA Code 14/EC driver's license and valid PrDP, and have 3 years or more long-distance driving experience, please visit us with your CV.

Sphokazi khawungene torho  mkhaya uzotiphela apha endlini awulahlekanga xa ulapha ukowenu
28/10/2024

Sphokazi khawungene torho mkhaya uzotiphela apha endlini awulahlekanga xa ulapha ukowenu

13/10/2024

Seven family members, including a three-year-old, were shot dead in Orange Farm, south of Johannesburg, in the early hours of Sunday morning.

07/10/2024

IN : Uzakuvezwa eluntwini uCeba Ohlukumeza abantu ngelithi i-RDP Houses Zezakhe .

lonto imnika igunya lokuba akhwele ezehlela kubantu abahlala kuzo kulengingqi yase Gansbaaii cebokuhle EMasakhane .

Inqaku elipheleleyo liyalandela ‼️


06/10/2024

Amanqaku angenayo ‼️‼️

Masakhane Media

Ogama lakhe lingu Sisipho (wakwaMsophi) utyholwa ngokweba ixamba le Rice Kwivenkile yabemi bangaphandle (Amagweja )

Intatheli yethu ichaze ngoluhlobo ↙️

"uSisipho wakwa Msophi ube ixamba le rice emagwejeni Yuuuh intloni ezingaka supervisor wase HIK wonke pof apha waziwa elirhumtsha lefouni eloxelegu lifika liqwanyaza nge eyelashes ezinentongo nothuli"

Okanti kwelinye icala .

Uzawuvezwa esidlangalaleni uCeba ohlukumeza ilungo lomphakathi ngezithuko




Address

Gansbaai

Telephone

+27634828249

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Gansbaai Masakhane Media posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share