14/09/2022
Chapter 83
Tshangisa:tyini tyini nokwakha uphililenje kakuhle udufungele umntana kangaka.
Nokwakha: andifungi qhanjee ngathi uzogxamela undidika ziphe.
Tshangisa: uyafunga tyini waphika ndik*mamele uyakulungisa ziphe xawuyinton endabeni zabantwana wena.
Nokwakha: akhosendaben zabantwana mna qha ndabalungisa futhi futhi nguwe lona undimoshela abantwana uyabatefisa.
Tshangisa: is**a tafisa ntoni khawukhule wena uyeke uzidelelisa ngabantwana.
Nokwakha: khawume kendiye ku ronda wam ndiyoclean.
Tshangisa: hamba khona yindawo etheni lena ongafunimntu ongena kuyo.
Nokwakha: khandiyeke nawe andikubuzi indabazakho wohlukane nalaronda.
Tshangisa: (hluk*meza intloko eqwaba izandla) inene inene uya ubawesi qhoxakusisa.
Nokwakha wathi chuu uyongena kuronda wakhe apho kungangen nomye umntu ngaphandle kwakhe istixo sijinga kuye intameni.
Nokwakha:(ekhwaza)thole thole ndim vela.
Thole:(yinto ka nokwakha encinci engathi ngumntana athakatha nayo embonisa yonkintole makayenze)
Nokwakha: sinengxaki aphiwe undigxothile phayana kwakhe.
Thole:(ehleka ngelizwi elikhulu) ubulindeleni lamntana unzima andithi izinyanya zakhe zistrongo khonalento bamhambisa nayo.
Nokwakha: sizothin ngoba samdinga
Thole: aphiwe usebenzisa amayeza futhi ucedwa ngu mqwathi.
Nokwakha: omphi mqwathi?
Thole: lonumaziyo lona soloko esihlupha.
Nokwakha:🙆🙆yherr yherr uyadidika umqwathi ebedibanaphi no aphiwe kutheni singaqali ngaye umqwathi.
Thole:(ehamisha)mhmm mhmm asizukwaz uyamazi upoweful kunathi singabe siziqalela unoganga.
Nokwakha: sizothin ngoba esasihlalo sobukhosi ndiyasifuna.
Thole: solution masithathe uziphe okwalomzuzu and yena ulula ngeke asokolise.
Nokwakha: tyin tyin uphambene thole ucinga ndingarholisa ngomntana wam emkhathin.
Thole: uzothini ngobixesha liyahamba and uziphe akakuhloniphi futhi uzosihlupha ngoba uyakrokrela ikhona lento uyenzayo.
Nokwakha: hayi marn thole not uziphe yini intombi yam yokuqala nokugqibela zamshiya noban tshangisa xandiya ku aphiwe xandizobulala ziphe🙆😪.
Thole: ndithe kuwe ixesha liyahamba uziphe or uyayiloza lento uyifumayo ngobu aphiwe awuzumfuman okwangoku.
Nokwakha: yherr khawume khawume ndibethwe ngumoya not uziphe hayi not ziphe😭😭💔(elila)
Thole: uzothini or sapha lamawele ka aphiwe ke
Nokwakha: inene undifuna ndifile yini abantwana bengasono thole ufuna ubona ulunga ephambana ngobantwana bakhe.
Thole: ohk sapha uziphe ndikunika 3days or zazikhethela pha endlinakho kwintadane zakho aphiwe yena ustrong gqithi basingamfumana ngoku
To be continue ❤