Aysta Ec

Aysta Ec Book a Studio Session:
[email protected]
Call / WhatsApp us: +27 71 7147 278 Massacre Reborn

28/05/2025

Big shout out to my newest top fans! Lebo Mello Rsa

Happy New Year 🎇🎆
31/12/2024

Happy New Year 🎇🎆

25/08/2024

I JUST WANT MY MOM BACK💔💔😔😔

30/01/2024

♨️🚨🚨

After taking a long break ku music ndibuye nge ngoma ethi Umthandazo ka Clever endihamba no Ps Loid & Nombasa Ngoqo.Ndiq...
22/01/2024

After taking a long break ku music ndibuye nge ngoma ethi Umthandazo ka Clever endihamba no Ps Loid & Nombasa Ngoqo.

Ndiqwalasele ukuba i followers zam ezininzi kudala zafuna ndibuye ku Music i problem bendingumntu oxakeke kakhulu andalifumana ithuba loba ndibanike ukutya kwendlebe.

Ndibuye ngeNgoma ezimbini kodwa ndiye ndakhupha yanye kuzo kodwa ndiyathembisa kulonyaka nzokwenza sure ukubuyisa i followers zam ngoku Join(a) i Group yomculo wam yakwa WhatsApp.

Nantonina ofuna ukuyiqonda ngomculo wam join-a le WhatsApp group ndayazi i empty ngoku kodwa izothi ukuze ibenabantu kubuye i supporter yomculo wam enkosi ❤🫶🏽
MasiJoin(e) kule link: 👇🏾

WhatsApp Group Invite

Umthandazo Ka Cleve uphumile 🙏
18/01/2024

Umthandazo Ka Cleve uphumile 🙏

Listen to "Imthandazo ka Clever" by Pastor Loid on any music platform - Free smart music links by Songwhip

Be on the lookout for my new single Umthandazo ka Clever dropping this week!! I’m soooo excited🔥Stay tuned... 🙏❤
15/01/2024

Be on the lookout for my new single Umthandazo ka Clever dropping this week!! I’m soooo excited🔥Stay tuned... 🙏❤

08/12/2023

Ndanigqibela kudala kanitsho uniphethe njani u December

11/10/2023

Address

5118 Hlalani Location
Bathurst

Telephone

+27717147278

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Aysta Ec posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Aysta Ec:

Share

Category