
20/05/2024
ISebe lezeNgqesho kunye neNgxowa-mali ye-Inshorensi yabaSebenzi (I-UIF) ngokubambisana noMasipala waseKhaya iKing Sabata Dalindyebo baza kubamba Ingqungquthela yentsuku-mbini yomqeshi kunye nosuku oluvulelekileyo eMthatha ukusuka ngomhla wamashumi amabini ananye (21) ukuya kumhla wamashumi amabini a...