ZamaQadi

ZamaQadi Queen ZamaQadi��

10/12/2023

"Umdlisile?"

Uneinfo engaka mbhemi why ungalasti🤧

04/12/2023

"ujole ne sangoma"
"U cheat.e"
"Akubuze"
"Uphike"
"Akbonise I video nge teaspoon"🤦‍♀️

03/12/2023

Umfazi is a man's choice. Never xakekis yourself ngechoice yeny'indoda🥰

03/12/2023

Zivuthwa kade imbiza zikaThixo kodwa apho zivuthwekhona kunuka isirhogolo🤞🙏♥️

02/12/2023

"Nixelele la teacher wayendifundisa English abayiva abelungu (customers)
lento yakhe"😭

Uthi ufaka umakhulu wakho kuWhatsApp status, kuthi gqi eny' ikaka seyinyuba ithi: "khandsendele loMakhulu!" 😂 🥺 😥
09/11/2023

Uthi ufaka umakhulu wakho kuWhatsApp status, kuthi gqi eny' ikaka seyinyuba ithi: "khandsendele loMakhulu!" 😂

🥺 😥

05/11/2023

Ngexesha lokuthandaza kwam Church corruption, iyophela manyanie🥺❤️

🤌🥺🔥❤24thSeptember 2023💃🏻💃🏻💃🏻"KwaXhosa Nation" wonke umntu wamkelekile kwindlu kaqamata📿
08/09/2023

🤌🥺🔥❤24thSeptember 2023💃🏻💃🏻💃🏻
"KwaXhosa Nation" wonke umntu wamkelekile kwindlu kaqamata📿

Address

Humansdorp

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when ZamaQadi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share