Siziphaka zishushu news

Siziphaka zishushu news Sikuphathela indaba ezenzekayo ukuze wazi ngelizwe lakho

Ozibiza ngo Queen Nandi uthi bethetha nje kukho eGqeberha kukho ongazazi nokuba makabize intombi yakhe okanye indoda yak...
30/07/2025

Ozibiza ngo Queen Nandi uthi bethetha nje kukho eGqeberha kukho ongazazi nokuba makabize intombi yakhe okanye indoda yakhe

Ezintetha ekukholeleka ukuba uzibhekise Ku Mandisi Tshingana
Queen Nandi waziwa kakhulu mgokunga boni ngaliso linye kunye no Mandisi Tshingana

ANC ithi bekusengwa nje ezimithiyo ngalombhalo lombhalo ubujikeleza kumakhasi ozoxebelelwano malunga nombutho ka khongol...
30/07/2025

ANC ithi bekusengwa nje ezimithiyo ngalombhalo lombhalo ubujikeleza kumakhasi ozoxebelelwano malunga nombutho ka khongolose ocela elinye ithuba kwakho kulonyulo oluzayo kunyaka ozayo

Kodwa Yona ANC iyazibhebhetha kuyo yonke lento yalombhalo ithi khange indadalazise lombhalo lulwimi nje

Bekukade imbeke kwesokulibala Kaizer Chiefs oka Mpotshane kodwa nge Thamsanqa iye yamkhulula
30/07/2025

Bekukade imbeke kwesokulibala Kaizer Chiefs oka Mpotshane kodwa nge Thamsanqa iye yamkhulula

30/07/2025

Imyanga Zonyaka kulonyaka uzayo
January
February
March
April
May
July
Mkhwanazi
August
September
October
November
December

Pls bethuna react kwazikhule page yethu

27/07/2025

Umbuzo wanamhlanje luthini uxanduva lwakho njenge ndoda oluthathayo Xa ubona inina lihlukunyezwa yenye indoda

Ndibhalelwe ngumntu uthi ungumhlali ekapa
Lo bhuti uthi uve ixwaba xwaba kwamakhelwane wava nje ukuba kuyaliwa umama wakhona nomyeni wakhe uthi uye waphuma ngejingo zoyokunqanda

Kodwa akalazanga elidlalayo uthe esanqanda yanda ngaye indoda isithi unqanda ntoni uyayazi into esikwa ngayo nalamfazi uthi uthe engeka phenduli wava ngemela bhozo emangxeni emhlaba ekwathi ulala nonkosika wakhe kungako nje enqanda ndithetha naninje lobhuti usesibhendlela

Zikhala esimantshiyane imvumi zase Eastern Cape ezicula u Maskand emveni nje zive isimemezelo sokuqashwa Kuka Limit Nala...
27/07/2025

Zikhala esimantshiyane imvumi zase Eastern Cape ezicula u Maskand emveni nje zive isimemezelo sokuqashwa Kuka Limit Nala wase KZN kwimpolo kumhlobo

Lomsithi wenziwa sisikhululo sase Mpumakoloni uMhlobo wenene FM ezimvumi zithi akukho nenye eyabo imvumi ka maskand eqeshiweyo kulomsithi kodwa besuke bantsiba imida bokuqasha imvumi yakwa Zulu Natali

Ingaba ukuqashwa kwemvumi kunento nokwenza nobuzwe NHA kubuza mna kengoku

Izolo bekuzinyaswe inkonzo yomgcwabo weqhula imvumi yase Dayvton egama layo lingu Vuyisile Oscar oka Mgudlwa Lomgcwabo u...
27/07/2025

Izolo bekuzinyaswe inkonzo yomgcwabo weqhula imvumi yase Dayvton egama layo lingu Vuyisile Oscar oka Mgudlwa

Lomgcwabo ubowothanyelwe ngabaligisi namaqhula kuquka abaculi bomculo we house lala ngoxoko DLOMO

Bebephume ngobuninzi Abantu kubhiyozelwa iminyaka elishumi lelinesibini yasekwayo EFF Kodwa Abantu bakhale ngekumkani ya...
27/07/2025

Bebephume ngobuninzi Abantu kubhiyozelwa iminyaka elishumi lelinesibini yasekwayo EFF

Kodwa Abantu bakhale ngekumkani yabathembu indlela ebhekise igibisela amazwi Arhabaxa kwinkulu baphathiswa Oscar Mabuyane

Abantu bathi Noko ikumkani ayingomzekelo eluntwini

Kumkani AmaZulu Misuzulu ka Zwelithini Cele Thixo wamzulu Tata Shembe ukuba athandazele ixwaba xwaba kumzi kayise ungage...
22/07/2025

Kumkani AmaZulu Misuzulu ka Zwelithini Cele Thixo wamzulu Tata Shembe ukuba athandazele ixwaba xwaba kumzi kayise ungagezwelakhe Zwelithini ka Zulu

Yakhumbula Misuzulu uqhudelana nomntakwabo ngesikhundla sikayise sobukumkani apho ixabanisa khona Nkosi Simakade ka Zulu uthi kwafojwa ilifa lika Yise kwaze kwenziwa Misuzulu njenge ndlalifa esintulweni sika Yise ngoba yena ukholelwa ekubeni nguye ekufuzuba uyi Kumkani yamazulu

Abantu abadala bakwazulu bathi inye ikumkani KwaZulu nguye Misizulu ozwalwa yindlovukazi Mantombi ozalwa yikumkani yamaswati eswatini
Kanti kuyavakala ukuba Nkosi mntwana u Simakade zAnge alotyolwe unina futhi zAnge atshante nomdlokombane
Simakade kuthwa wakhuliswa nguye Mantombi endlunkulu engekho unina

Bomama Baku Gatyana ndiyanithanda isidima endisibona APHA ingathi nonke bomama ningabuyisa isintu sethu ngoluhlobo atsho...
22/07/2025

Bomama Baku Gatyana ndiyanithanda isidima endisibona APHA ingathi nonke bomama ningabuyisa isintu sethu ngoluhlobo atsho ayeke nonicwasa lamadoda aqothololo

Ingxekwe iabukhali EFF ngokuqasha inkceku yakwa mcinga Abantu kumakhasi ozoxibelelwano akungxeke kabukhali ukuqeshwa Kuk...
21/07/2025

Ingxekwe iabukhali EFF ngokuqasha inkceku yakwa mcinga

Abantu kumakhasi ozoxibelelwano akungxeke kabukhali ukuqeshwa Kuka Bethusile kumcimbi wokubhiyozela iminyaka elishumi lelinesibini yasekwayo EFF kambe abanye bethi kaloku Bethusile lilungu le ANC kwaye oyintandane Kwa ANC ngoku uqeshwa njani kwi EFF

Into abakhala ngayo Abantu bathi ubethusile njemgomculi wazonyelisa ngokubonakala elilungu lwe ANC nasemicimbini quka ekuhlaleni ubonakala exiba izikipa Ze ANC kwaye uqeshwa kwakhulu kwimicimbi yonke ye ANC ngoku ufunani kwi EFF bakhala ngokuthi inkceku mayiqeshwe ngumtho wayo qha ngoba Kwa ANC qashwa Yona yodwa abayifuni Kwa EFF

Photo yendoda yakho icumele ukutya
21/07/2025

Photo yendoda yakho icumele ukutya

Address

Jamestown

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Siziphaka zishushu news posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Siziphaka zishushu news:

Share