Ezidla Ikhaya

Ezidla Ikhaya Indaba Sizizisa zishushu

lala ngoxolo qhawe
16/07/2026

lala ngoxolo qhawe

Kuthiwa inzima impilo ku Kenneth Mashaba  kutyholwa ngelithi akasebenzi seziphilela nge R350  akasenayo nendawo yokulala...
05/07/2026

Kuthiwa inzima impilo ku Kenneth Mashaba kutyholwa ngelithi akasebenzi seziphilela nge R350 akasenayo nendawo yokulala.kuthiwa Kucelwa abantu bonke base South Africa baphose nokuba yintoni abanayo okuba abenendawo yokulala kunye nokutya

KUBIKWA UKUBA USHONE NGESIHLUKU ODUTSHULWE NGOYABA LWEZINHLAMVU 😭💔.Ushone ujuqu owesifazane uZandile Bhulose odutshulwe ...
04/07/2026

KUBIKWA UKUBA USHONE NGESIHLUKU ODUTSHULWE NGOYABA LWEZINHLAMVU 😭💔.

Ushone ujuqu owesifazane uZandile Bhulose odutshulwe namuhla ekuseni ephuma emzini wakhe😭💔.

Akwaziwa ukuthi ubulawe ngobani kodwa kusolwa indaba yamafa .............njengoba kubikwa kuthi ubulungiselela ukuncwaba indoda yakhe eshone ngeviki eledlule engozini yemoto eLimpopo. Kuthiwa ibibhalise yena emafeni. Umndeni usaphighene amakhanda ngalesgameko😭💔💔.

Ubesanda kuvela kwi Thuleleni Tv ecela usizo ngokugula okuthile kanti ubesalashelwa khona lokhu kugula ngebhadi...... usevele washona ngokuzuma okukhulu. Sengathi umoya wakhe ungalala ngokuthula😭😭.

Follow Bheleziiy Lezii

Wonke umntu akaphephanga apa ezomthetho kuzomele zinyuse ikawsi
01/07/2026

Wonke umntu akaphephanga apa ezomthetho kuzomele zinyuse ikawsi

NcedaniNanku ucc uhleli apha Capetown station uthi uze ku cousin sister yakhe ingu Thabisile norhasha uhlala ekhayelitsh...
29/06/2026

Ncedani

Nanku ucc uhleli apha Capetown station uthi uze ku cousin sister yakhe ingu Thabisile norhasha uhlala ekhayelitsha ufike ekusen ngo11 namhlanje esuka egcuwa so ke hok cousin sister yakhe ayibambi foun ugqibele ukybamba ngo11 efika apha ekapa cela undifakele kwezitshisayo

7 malawians killed today in marizburg
25/06/2026

7 malawians killed today in marizburg

IRiphabliki yeDemokhrasi yeKongo ibhalise iimeko ezili-933 eziqinisekisiweyo zosulelo lwentsholongwane ye-Ebola kunye no...
20/06/2026

IRiphabliki yeDemokhrasi yeKongo ibhalise iimeko ezili-933 eziqinisekisiweyo zosulelo lwentsholongwane ye-Ebola kunye nokusweleka kwabantu abali-245, utshilo uMphathiswa wezeMpilo uSamuel Roger Kamba ngoLwesihlanu, umhla we-19 kuJuni 2026. Uphinde wazisa ukuba izigulane ezingama-80 zibuyele buhle kwimpilo kwaye zikhutshiwe kwiiziko zonyango. Uqaphele ukuba iimeko zokuqala zokuqhambuka kwesi sifo ziye zabikwa kwiphondo lase-Ituri

Ikhaya

kubi apa phadle
18/06/2026

kubi apa phadle

11/06/2026

luthini uluvo lwako? kulendoda endala ebonakele ighabhuza umntu ongumama ngentonga.

Ikhaya sakhikhaya

10/06/2026

Kubikwa ukuba ifumanekile indoda ebizwa ngo Yanga Ngayi engene ecaweni yase Samora Machel yathatha ama phone, Mali kunye ne sound

Address

Libode

Telephone

+27737974723

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ezidla Ikhaya posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share