Asiphe Folosi

Asiphe Folosi .I'm oluhle this is my new page please come to join us follow; Share,comments, like .🤍🥹

Dlula ngo AMEN 🙏🏻
10/07/2026

Dlula ngo AMEN 🙏🏻

kuyomele ngenze itiye ilincane -mhla ndadlula kesisimo ngoba ayy akukho mnandi 😭 weeh naku kubuya inyembezi🤧😭
03/07/2026

kuyomele ngenze itiye ilincane -mhla ndadlula kesisimo ngoba ayy akukho mnandi 😭 weeh naku kubuya inyembezi🤧😭

02/07/2026

Good Night 😴 🥱

..yaz gys niyaniva umntu athi mhlambi hayi mna ndingotheni umntu owahlezi njalo ethandaza into engapheli or yhoo hai san...
02/07/2026

..yaz gys niyaniva umntu athi mhlambi hayi mna ndingotheni umntu owahlezi njalo ethandaza into engapheli or yhoo hai sana MBA kwabethelelwa intsokolo apha k*m sana why mna ndedwa ndingakge lamini le inye mhlambi ndikhe ndifumane into entle ebomini gys akekho umntu uthixo amdalele ukuba azohlupheka emhlabeni uthixo uyayaz why ekuqal8se laphaya futhi umntu ukuxe aphumelele ebomin you need to flight to yourself uzixelele know nam iphumelelo esizandleni zam apha ukuba sisi wena ulele ulindele into eza kuwe uzohlala lapho kulo hoko yakho ulinde unoyana coz wena ulinde ukuba imphumelelo uakho ikuzele ...haibo iza njani na sana ulele wena uhlel underestimate ngecala embhedeni ..gys kuthwa vuka izenzele ukuze ubene ngomso nekusasa eliqhakazile kulapho ukulukulu ekubonisa ikusasa lakho 🫂🤍🦋❤️..bafethu ukulukulu anibusise ngegama lakhe Anem🙏🏻

02/07/2026

Good morning 🌄

mna bendisacela niyibuyisele lo uyedwa  kuthi ebesefana nobaba kimi Devanshii Dee😭😫🫂
01/07/2026

mna bendisacela niyibuyisele lo uyedwa kuthi ebesefana nobaba kimi Devanshii Dee😭😫🫂

.izihlangu ingathi sezika joinsina sana 😂😂
01/07/2026

.izihlangu ingathi sezika joinsina sana 😂😂

..yhoooo.o andisayi rhaleli soul pack qha.a ko Antana yi R100 😭😫😫
01/07/2026

..yhoooo.o andisayi rhaleli soul pack qha.a ko Antana yi R100 😭😫😫

Good morning family ❤️🙏.

One day, people will forget all the good you’ve done for them.

They will turn around and team up against you.

Remember that. Always🙏.

Address

Ngqanda
Kentani
4980

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Asiphe Folosi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share