Iingxaki esinazo empheko Ku Ward 14,kunye neengcebiso

Iingxaki esinazo empheko Ku Ward 14,kunye neengcebiso Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Iingxaki esinazo empheko Ku Ward 14,kunye neengcebiso, Media/News Company, Ndokwenza, Kimberley.

03/02/2025

Ayabethwa amasela,ezinto zikrukra imizi yoo-Tato mkhulu bethu.Nabanye sizakubafumana noba kunini

02/02/2025
02/02/2025
04/11/2024

DID YOU KNOW!!UBUSAZI NA!! ,DJ SATWITYI NOW IS BACK,24 HRS.SIYAKUNCEDA NGEZI ZINTO ZILANDELAYO:1.XA UNOMNGCWABO,SIBOLEKISA NGE NTENTE ENGU 3 POLES.2.SIBOLEKISE NGE SOUND SYSTEM,EMNGCWABENI,KWI-THEKO,EMGIDINI,EMTSHATWENI NASE NKONZWENI.4.SINAYO NE KEYBOARD.5.SIBOLEKISE NGEZITULO EZIMNYAMA.XA UZIFUNA,SIYAKUZISELA MAHALA XA ULAPHA EMPEKO,XA SIPHUMELA NGAPHANDLE,SIYE SIBONISANE NGE TRANSPORT.NDIFUMANEKA KULE NOMBOLO:0781317339 MAZIZI (DJ... SATWTYI)/0781853962 MR A. GILA.SIXHOMEKEKA KWIKHAYA OKOKUBA INTENTE SIYIMISE NGOLWESINGAPHI.SIZA NABANTU BETHU XA SIZOKUYIFAKA,AWUKHUPHI NE PENI EMDAKA.SIYOTHULA NGECAWE EMVA KWE MINI XA KUGQITYIWE YONKE INTO LIKHAYA.XA SIZISE I SOUND SYSTEM UNOMNGCWABO,SITHI NGELAA-XESHA ABANTU BATYAYO,SIBANIKE I INTERTAINMENT NGOMCULO WE GOSPEL.WALALA...WASALA....

Address

Ndokwenza
Kimberley

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Iingxaki esinazo empheko Ku Ward 14,kunye neengcebiso posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share