Simply Blended

Simply Blended All you need is love🥰❤️ We promote collaboration, blending love in the world.
(1)

Let's Just BlendHappy Saturday
03/05/2025

Let's Just Blend
Happy Saturday

14/02/2025

Simply Blended shared the love in the streets of cape town. How did spend yours, or shared the love, snap and share



Collaboration of Coach Nono Ozo Eland - Mwanda and Blended Ndumie Faku Makhado

02/02/2025

"Admin ndifike emzini last year April ndafika ku wrong nje ndabe ndino mkhuluwekazi ngokuva kwam uzihoyele myeni wakhe nabantwana bakhe enye nenye akayingeni uba umzi wanjani kwathini and nguye ophangela endaweni eryt kuno myeni wakhe so umyeni wakhe uthumela akwazi uyithumela unabo nabantwana ba before atshate so uhoye nabo

Ndafika mna ndazenza shushu ndalungisa kwakuhle ndathenga ezifuna uthengwa uyazi ndiyancokola nomkhuluwakazi but nalapha k*m akazingeni and akafani aye nasemzini banendlu kule ndawo basebenza kuyo holiday ne leave bazityela phana ngafika nda paint ndathenga zi furniture kwakuhle sa renovate iflat songeza 2 room salenza lalihle maan ayabiyo ngxaki

Bendigodukile ngo December ku right k*mnandi ngale mini ndandise mcimbini ndibuye sekukhwitsha ndiyongena kwi kamire yam nomyeni ndifike elele pha ndibe ndizixelele nzawunxiba nje ijezi ndiye kwelacala linabantu ngoku ndinxiba ijezi ndiyava kuyathethwa kwela cala mazala namadodakazi awandihlebi maan ndavele ndanesifuthu futhu ngoko nangoko izinto ababezithetha ngam ndavele ndahambisa fast ndacelq umyeni andigoduse sabe besisezohlala wathi yena ebesedikiwe kuhlala ezilalini ixesha elide ufuna ubuyela eKapa savele sapakisha

Ndicatshukiswa nakukuba umyenam wayengafuni noba sigoduke qha ndam force kuba ndifuna uyokotiza kanti ndiyozihlebisa ndalala Ndingcangcazela ngumsindo ekseni xa sihamba ndashiya ndithe kubo ndiyayibona lento ingambuyisiyo usis nam ndisayohlala eyam 5 years eKapa bothuka ndabe ndikhwela emotweni ndihamba

Oko bemane bebhalela umyenam bembuza uba ndenziwe ntoni uvele abaxelele akayazi mna ke ndavele ndaba block bonke umazala uyafouna and akathethi k*m umane ebuza emyenini uvele athi akayazi and ndiyavuya ngoku kunjalo

Eyona part ibuhlungu kuhleba umama nge mehlo lakhe elonzakala esiwa nemoto bathi kungenzeka ndiyaxoka inoba wayenxila wabethwa wabe esithi omnye hayi inoba wabethwa endodeni yomntu isona sabo kukwazi uba utatam wasweleka sisebancinci sazizamela impilo umama akahamba wayotshata again wahlala engena ndoda eyoba ebeziba nabani ke mna andiyazi and ayindifuni

Yhooo hayi ndidanile bethuna infact ndinomsindo awehli tu maan ndithe xa ndimxelela umkhuluwekazi wathi ebendibukele abanambulelo abantu balamzi umtshana wapha omdala woluswa nguye wahletywa wathi saa emveni kwalo mgidi yabe yonke into yayijonge kuye futhi wayenza umgidi wabo wawumhle kakhulu kangangoba nabantu belali bebesitsho k*m uba umkhuluwa wakho wasenzela isibhadlalala somgidi ogqiba akaze aphinde abuye yhooo ninani

Ewe bona ba nice abantu bomzi kakhulu nomsebenzi awumeli mna ndodwa xa ndipha siyancedisana ingxaki kukundihleba oku worse bandihleba behleli nabantu belali kunani kuthwe bebebodwa ke😩😩"

" 'sJustBlend

17/01/2025

I'm sure lamalungu kuthethwa ngawo apha ngalamalungu ka Dr Mthembeni Tebelele 🤣🤣🤣🤣 Let amalungu blend

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Nobathembu Mthembu, Yamah Nana Aishat, Babalwa Jam Jam, U...
15/01/2025

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Nobathembu Mthembu, Yamah Nana Aishat, Babalwa Jam Jam, Urcsa Thembalethu-George Thembalethu, Call Mie Niceboi Us, Ntando Buthelezi, Mims Dokoda, Lunga Ntsundu Viki, Leslie Kidd, Mabusi Mphuthi, Cyaa Cyaa Cya, Lizile Pakati, Bafo Benzi

So we are chatting ngomnye umntana estratweni, one of the girls kudala emthanda uMbali, I remember at the age of 6 or 7 ...
15/01/2025

So we are chatting ngomnye umntana estratweni, one of the girls kudala emthanda uMbali, I remember at the age of 6 or 7 randomly said to me, Mama please employ "Mbali" kwi office yakho. (Shame mmantanam umcingela phezulu Mamakhwle🤣story for another day😊) So uyazithandela kuMbali njengo big brother wengingqi. So namhlanje sincokola ngaye ngoba ebebenza intloko over the weekend. So ndithi ke mna aphe ncokweni Ndiyafuna ke khona umgroomer

Esona noSethu: Hay Mama don't say groom, rather say mentor
Chirwali wam:🤣🤣🤣🤣Speak simple English Mama
Mama: Haybo guys what's wrong with that word with that, uhleka ntoni wena🙄🥺🤭 soze ndizipakanyelise Ngama Venda bandithatha ndizohlelele esbayeni sakwa Xhosa ooFaku, ooZqelekazi.
EsonaSethu:It has a sexual context bendibone pha ku TikTok
Mama: Hay guys nina nalo TikTok wenu, kule English incinci kangaka funeke sibesicingana ne contexts😩🤦

Anyway for back to Mbali (nonyamezela ndiyaziqeqela ingqondo iyaphaka) I'm a founder of Let's Blend Foundation that focuses on the boy child an initiative called which is aimed to help boyz like Mbali who couldn't further his studies due to circumstances beyond his control, if you want to get involved or help in any way please visit

Simply Blended Foundation - “I alone cannot change the world, but I can cast a stone across the waters to create many ripples.” -Mother Teresa-

Yhuuu isililo bafazi... Smanye Nteleza Matyida
15/01/2025

Yhuuu isililo bafazi... Smanye Nteleza Matyida

Address

Kuils River

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Simply Blended posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share