30/11/2025
"The UNSUAL is necessary to indicate THE SHIFT"
MntakaBaba noMama I want you to listen ndifuna undive kakuhle neh. By the time uthatha uJohane abantu bayasuka kuwe WHY? that is the question endake ndazibuza yona okokuba like Why kuzosuswa abantu endiphila nabo ngoku but yafika impendulo ethi abantu abangakulungelanga ukuba sempilweni yakho bayasuka. You will notice unsual thing happening kanti uThixo sefuna ukukuphakamisa. UJohane awudlali mntsekhaya ukuvezela i true colours zabantu uzibone sowukhala coz wena you thought babantu ozophila nabo ingunaphakade. Ungazibona ungenabahlobo ha.a mntsekhaya ukuze uThixo akuphakamise kumele ubewedwa ubone impilo ikuvavanya kanti impumelelo ikufutshane. Mvumele uThixo asebenze phakathi kwakho mvumele uNkulunkulu ka Bab'uMasango no Mme Anna asuse lento ingafanelekanga mvumele akuyekise ezizinto zingayekekiyo kweyakho impilo. Ube ngumntwana kaBaba noMama hayi ngokwegama nangezenzo uhloniphe ulazise igama leNkosi. Uze uqonde mna sendikwelizinga lokuba xa kufika umntu endixelela intlungu yakhe okanye ubunzima bakhe ndithi "uThixo uzokubona hlala emthandazweni ndizokuthandazisa nam" ndiye nditsho kanje kuba andinalo alinye ithemba ngaphandle kwaThixo andimazi omnye umntu ongandinceda ngaphandle kwaThixo. UJohane uyamtshintsha umntu ngoko ke vuma ukutshintsheka izinto zakho zizolunga.
Khandibhalele pha kwi comment section into ongayithetha ngebhande lombhorofitha.